Yiya kwinkcazelo

KuMzantsi Korea

 

2017-11-06

KUMZANTSI KOREA

Liyanda Inani Labantu Abalihlonelayo Ilungelo Lokungayi Emkhosini Ngenxa Yesazela KuMzantsi Korea

Nangona iNkundla yomgaqo-siseko ingekasenzi isigqibo okanye imise umthetho omtsha, uMzantsi Korea awusayijongi ngendlela ebikade eyijonga ngayo into yokungavumi kwabantu ukungayi emkhosini ngenxa yesazela.

2016-03-25

KUMZANTSI KOREA

Ngaba IiJaji ZaseMzantsi Korea Zikulungele Ukusebenzisa Imigaqo Yamanye Amazwe Yokuvumela Abantu Bangayi Emkhosini Ngenxa Yesazela?

INkundla yoMgaqo-siseko iza kuphinda ijonge isigqibo soMzantsi Korea sokungahloneli ilungelo labo bangayi emkhosini ngenxa yesazela. Abantu ehlabathini lonke basijonge ngamehlo abomvu isigwebo.

2015-03-17

KUMZANTSI KOREA

UMzantsi Korea Unetyala Lokuvalela Ngokungekho Mthethweni Abantu Ngenxa Yezazela Zabo

Unyaka nonyaka, abasemagunyeni bavalela amaNgqina aselula ngenxa yezazela zawo. Okwesihlandlo sesihlanu, iKomiti Yamalungelo Abantu Yezizwe Ezimanyeneyo ithi uMzantsi Korea awunaso isizathu sokwenza njalo.

2015-01-09

KUMZANTSI KOREA

Amagqabantshintshi Endibano Yezizwe Ngezizwe: AmaNgqina Akhulula IBhayibhile Kwibala LaseSeoul

AmaNgqina kaYehova akhulula INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele ehlaziyiweyo ngesiKorea kwindibano yezizwe ngezizwe enomxholo othi, “Qhubeka Ufuna Kuqala UBukumkani BukaThixo!”

2014-07-03

KUMZANTSI KOREA

Iijaji ZoMzantsi Korea Zikhathazwa Zizazela

Iijaji zoMzantsi Korea zikhathazwa kukubona umthetho ungasetyenziswa kakuhle, ucinezela abantu endaweni yokubanceda.

2014-03-19

KUMZANTSI KOREA

Abahlali BakuMzantsi Korea Bazikise Ukucinga Ngenkululeko Yesazela

Abahlali bakuMzantsi Korea baye bazikis’ ukucinga, ibe uninzi lwabo bafuna kubekho eminye imisebenzi enokwenziwa ngabantu abangavumiyo ukuya emkhosini.

2014-03-21

KUMZANTSI KOREA

Abantu Ehlabathini Bakhalel’ Impatho-mbi EMzantsi Korea

Kukho incwadana entsha eyenziwe ngamaNgqina kaYehova ebonisa indlela abafana abangavumiyo ukuya emkhosini abavalelwa ngayo entolongweni.