Amava amaNgqina KaYehova
AmaNgqina KaYehova avumela iLizwi likaThixo iBhayibhile ukuba lilawule iingcinga zawo, izinto azithethayo nezinto azenzayo. Funda ngendlela aye ancedakala ngayo kunye nabo basondeleyo kuwo.
IMBONISELO
Ayiphendula NgeBhayibhile Yonke Imibuzo!
UIsolina Lamela wayengunongendi ongumKatolika, waza kamva waba ngumKomanisi, kodwa wayenamathandabuzo. Kamva, wadibana namaNgqina kaYehova, awamnceda ngeBhayibhile ukuba aphucule ubomi bakhe.