DISEMBA 31, 2025
FUNDA INTO ENTSHA
I-JW Library Sign Language® App Iyekisiwe
I-JW Library Sign Language app iye yayekiswa ibe iza kususwa kuzo zonke iindawo ebifumaneka kuzo. Zonke izinto zentetho yezandla eziphuculiweyo ziza kufumaneka kwi-JW Library. Ezinye izinto ziza kongezelelwa ekuhambeni kwexesha.

