IsiXhosa
Inkcazelo ngamaNgqina kaYehova
https://cms-imgp.jw-cdn.org/img/p/1011228/univ/art/1011228_univ_sqr_xl.jpg

Inkcazelo ngamaNgqina kaYehova

Ukuba ungathanda ukuthetha nathi, ukuya kwenye yeentlanganiso zethu, ukufundelwa iBhayibhile okanye ufuna nje inkcazelo engakumbi ngathi, eli candelo liza kukunceda. Siyakumema ukuba uze kuzibonela umsebenzi esiwenzayo kwenye yeeofisi zethu.

Imibuzo Abantu Abaqhele Ukuyibuza

Yintoni Ayikholelwayo AmaNgqina KaYehova?

Fumana ushwankathelo lweenkolelo zethu ezisisiseko eziyi-15.

Kutheni AmaNgqina KaYehova Engazenzi Ezinye Iiholide?

Khawujonge le mibuzo mithathu ngamaNgqina kaYehova neeholide.

Kutheni AmaNgqina KaYehova Engawubhiyozeli Umhla Wokuzalwa?

Makhe sithethe ngezizathu ezine ezibangela ukuba uThixo angakholiswa kukubhiyozelwa kwemihla yokuzalwa.

Kutheni AmaNgqina KaYehova Engakwamkeli Ukutofelwa Igazi?

Buninzi ubuxoki obuthethwayo ngamaNgqina kaYehova nokungakwamkeli kwawo ukutofelwa igazi. Funda inyaniso ngento esiyikholelwayo.

Ngaba AmaNgqina KaYehova NgamaKristu?

Khawubone indlela esahluke ngayo kwezinye iicawa ezizibiza ngokuba ngamaKristu.

Contact Us

Cela Ukufikelwa NgamaNgqina

Ncokolani ngombuzo weBhayibhile, okanye ufunde nezinye izinto ngamaNgqina kaYehova.

Iintlanganiso Zebandla ZamaNgqina KaYehova

Khangela indawo esihlanganisana kuyo nendlela esinqula ngayo.

Fowuna Okanye Ubhalele AmaNgqina KaYehova

Iinombolo neeadresi zamasebe ethu ehlabathini lonke.

Ukuthorisha EBheteli

Fumana inkcazelo ngokuthorisha kwiindawo ezikufutshane nawe.