Lungisa Izinto Ongafuniyo Zivele

Ukuze siqinisekise ukuba uyakonwabela ukusebenzisa ujw.org, sisebenzisa izinto zeteknoloji ezifana necookies. Ezinye icookies siyazidinga ukuze iwebhsayithi yethu isebenze ibe awunakukwazi ukungazamkeli. Kukho nezinye icookies onokuzamkela okanye ungazamkeli, ibe sizisebenzisela kuphela ukuze kube lula kuwe ukusebenzisa ujw.org. Ezi zinto uzikhangelayo azizukusetyenziselwa ukugcina iiwebhsayithi okhe wangena kuzo kwi-intanethi okanye ithunyelwe kwabanye abantu. Ukuze ufunde nezinye izinto, funda kwindawo ethi IPolisi Yasemhlabeni Wonke Yendlela Yokusebenzisa ICookies NeeTeknoloji Ezifana Nazo. Ungakwazi ukulungisa izinto ofuna zivele ngokuya kwindawo ethi Indlela Yokulungisa Izinto Ongafuni Zivele.

Udade Yelena Kozhevnikova

MATSHI 6, 2024
ERASHIYA

Udade Yelena Kozhevnikova Ugwetywe Iminyaka Emibini Etrongweni

Udade Yelena Kozhevnikova Ugwetywe Iminyaka Emibini Etrongweni

NgoMatshi 4, 2024, iNkundla iTsentralniy yaseTolyatti kwiNgingqi yaseSamara igwebe uDade Yelena Kozhevnikova. Ugwetywe iminyaka emibini etrongweni.Okwangoku akazukuya etrongweni.

Ingxelo

Kuyasivuyisa ukwazi ukuba uYehova uyayiphendula imithandazo yethu “esebenzisa amandla omoya wakhe” kuYelena, nakubo bonke abazalwana noodade abanyamezele intshutshiso.—Efese 3:16.

Ixesha

  1. NgoMeyi 15, 2023

    Kuqaliswa ityala

  2. NgoMeyi 16, 2023

    Kugqogqwa indlu yakhe

  3. NgoMeyi 18, 2023

    Kuthiwa akavumelekanga ukuba aye kwezinye iindawo

  4. NgoAgasti 16, 2023

    Kuqaliswa ukuxoxwa ityala

  5. NgoMatshi 4, 2024

    Ugwetywa iminyaka emibini etrongweni

a Amazwi kaDade Kozhevnikova sawafumana ngaphambi kokuba agwetywe.