Izinto Ezibalulekileyo Ezenzeke ETurkmenistan
NGO-OKTOBHA 22, 2014—Iqela likarhulumente likhulula amaNgqina ayi-8 awayevalelwe engenatyala
NGOAGASTI 21, 2008—AmaNgqina kaYehova afaka isicelo sokubhaliswa ngokusemthethweni, ibe urhulumente akakachazi ukuba uyasamkela
NGOMEYI 18, 1992—Urhulumente ukhupha umthetho wamalungelo abantu
NGO-OKTOBHA 27, 1991—ITurkmenistan iba lilizwe lenkululeko
Ngoo-1980—Kuqaliswa ukuthethwa ngomsebenzi wamaNgqina kaYehova eAshgabat