Turkmenistan
Ngaba ITurkmenistan Iza Kuzithobela Izigqibo Ezenziwe YiKomiti Yamalungelo Abantu Yombutho Wezizwe Ezimanyeneyo?
Urhulumente waseTurkmenistan wayalelwa ukuba enze umsebenzi wakhe wokuhlonela amalungelo abantu, aquka inkululeko yokucinga, eyesazela neyonqulo.
ITurkmenistan Ikhulula AmaNgqina KaYehova Avalelwe Ngenxa Yokholo Lwawo
Ngo-Oktobha 22, 2014, uMongameli uBerdimuhamedov wakhulula amaNgqina kaYehova asibhozo ayevalelwe ngenxa yokholo lwawo eTurkmenistan.
Umama WaseTurkmenistan Ukhululwe Entolongweni
UBibi Rahmanova wakhululwa kungalindelekanga entolongweni ngoSeptemba 2, 2014. Nangona ukunxakama kwamazwe ngamazwe kwaba negalelo ekukhululweni kwakhe. Iijaji azizange zizichithe izityholo zobuxoki abekwa zona.
Umama Wonyana Oneminyaka Emine Ugwetywa Ngokungekho-mthethweni ETurkmenistan
Sekumzuzu iTurkmenistan iwaphatha kakubi amaNgqina kaYehova yaye ingafuni ukuhlonela amalungelo awo. UBibi Rahmanova nosapho lwakhe ngomnye waloo maNgqina aye afunyanwa yile mpatho eDashoguz.