Yiya kwinkcazelo

Ukuthorisha EBheteli

Siyakumema ukuba uzokuthorisha kwii-ofisi zethu, ezaziwa ngokuba yiBheteli. Kwezinye ii-ofisi zethu ungakwazi ukuthorisha kungekho mntu ukuncedisayo.

Ukuthorisa KumaSebe Kuphinda Kuvumeleke: Kumazwe amaninzi, kuza kuphinda kuqaliswe ukuthorishwa ngoJuni 1, 2023. Ukuze wazi ezinye iinkcukacha, thetha nesebe ofuna ukuya kulo. Ukuba unekhorona, ingqele okanye kubonakala ngathi unefiva, okanye ukuba ubukhe wadibana nomntu ekuye kwathiwa unekhorona, sicela ungezi.

EMexico

Ave Jardin No. 10

Fraccionamiento El Tejocote

56239 TEXCOCO, MEX

MEXICO

+52 555-133-3000

+52 555-133-3099

+52 555-858-0100

+52 555-858-0199

Ukukhenketha EBheteli

NgoMvulo ukusa NgoLwesihlanu

Ngo-8:00 a.m. ukusa ku-11:00 a.m., nango-1:00 p.m. ukusa ku-4:00 p.m.

Kuthabatha iiyure ezi-2 nemizuzu engama-30

Ezona zinto ziboniswayo

Kwalathiswa umsebenzi wokuguqulela iincwadi zeBhayibhile ngeelwimi ezingama-49 kummandla osusela eMexico ukusa ePanama. Kuprintwa iimpapasho ngeelwimi ezingaphezu kwezingama-60, kuze kuthunyelwe iimpapasho ngeelwimi ezingama-80 kumazwe angaphezu kwe-10.

Zikhuphelele incwadana yokukhenketha.