Iingoma ZeJW Broadcasting
Iingoma ezibonisa indlela esinombulelo ngayo.
Ndikufuna Nyhani Ukukukhonza (Ingoma Yendibano Ka-2025)
Silinganisa indlela uYesu awayekuthanda ngayo ukuthobela uYehova, nathi kuyasivuyisa ukwenza ukuthanda kukaThixo.
Sekuzolunga
Sekusele ixesha elifutshane sonwabele iintsikelelo eziza kuba kwihlabathi elitsha.
Ndisezandleni Zakho
Ukuvumela uYehova akubumbe kunokubutshintsha ngokupheleleyo ubomi bakho.
Mnikeni Uzuko UYehova
Indlela esimthanda nesimxabisa ngayo uYehova isenza simzukise.
Amandla KaYehova
UYehova “ubanika ikhaya abo bangenabani.” Jonga ukuba njani.
Masaneleni
Sizokonwaba zizinto uYehova asenzela zona.
Masiphumle
Ukubuka nokucingisisa ngendalo kaThixo kunokusinceda njani siphumle, size sikwazi ukunyamezela iingxaki zobubomi?
“Siphile Kamnandi”
Ukucingisisa ngethemba lethu lekamva kusinika amandla okunyamezela iingxaki ezinzima esinazo.
“Iindaba Ezilungileyo”! (Ingoma Yendibano Yengingqi Ka-2024)
Ukususela kwixesha labapostile ukuza kutsho ngoku, abantu bashumayela iindaba ezilungileyo bevuya, ibe bancedisa ekwenzeni owona msebenzi mkhulu—okhokelwa nguYesu noxhaswa ziingelosi.
Ndizoqinisa Ukholo Lwam
Qinisa ukholo lwakho, uza kutsho uyeke ukuthandabuza.
“Liza Kufika!” (Ingoma Yendibano Yengingqi Ka-2023)
Linganisa abo bathembekayo njengoko ulinde uYehova ngomonde.
Ekugqibeleni Siseluxolweni! (Ingoma Yendibano Yengingqi Ka-2022)
Jonga ngapha kweengxaki onazo, kwisithembiso sikaThixo soxolo lokwenene.
Zibone
Vuyiswa lithemba lehlabathi elitsha.
Msebenzele uYehova
Msebenzele uYehova. Soze uzisole!
“Hlala Uvuya”
Ingoma evuyisayo isikhumbuza ngezizathu ezininzi ezisenza sibe nombulelo.
Ndinokholo
Cinga ngezinto ezimangalisayo uThixo asithembisa zona.
Simanyene
Nangona sineengxaki ibe sitshutshiswa, sihlala simanyene.
Khusela Ingqondo Yakho
Ngoncedo lukaYehova, ungakwazi ukoyisa amaxhala.
Sithandwa Sam
Sonwabele isipho sikaYehova esingumtshato.
Singayeki
Ukholo olungagungqiyo lwakhiwa ngezinto ezomeleleyo.
Masibaleke
Yenza izigqibo zobulumko ukuze uphumelele kugqatso lobomi.
Ndimxolele
Ngaba ukhona umntu okukhathazileyo? Ngaba kunzima ukumxolela? Khawubone ukuba ungakwazi njani ukumxolela.
Siyavuya
UYehova uza kusoloko esivuyisa.
Qiniseka
Siqinisekile ukuba uYehova uyasithanda nangona abantu besitshutshisa.
Njengomntwana
Singaba nalo njani uthando njengomntwana?
Mxelele
Xa unengxaki, cela uYehova akunike amandla aze akuthuthuzele.
Uthando Soze Luphele
Uthando lukaYehova soze luphele. Luyasonwabisa ibe luyasithuthuzela.
“Yilwa Umlo Wokholo”
Noba sineziphi iingxaki, sohlala sithembekile kuYehova.
Siy’ntsapho Yakho
Noba sikweliphi ilizwe siyintsapho kaYehova.
Yiba Nesibindi
Ingoma emnandi esinceda sinyamezele.
Ndenze Ndibe Nesibindi
UYehova angasinika isibindi sokunyamezela nayiphi na ingxaki.
Andilahlwanga
Xa sinoYehova, asilahlwanga!
Ndikuthanda Nyhani
Ukufaka uYehova emtshatweni, kuwenza uqine!
Ndikuthembile
Ukufunda nokucingisisa ngeLizwi likaThixo kunokusinceda simelane neengxaki zobomi.
Izinto Ezibalulekileyo
Kufuneka sibeke ixesha lezinto ezibaluleke ngakumbi—ukuthandaza, ukufunda, nokuzinikela kuThixo.
Indalo Yakho Iyasichukumisa
Indalo eyenzwe nguYehova iyasikwankqisa isenza sifune ukumculela.
Jonga Mna
Lisebenzise kakuhle ixesha olichitha nabazalwana noodade bakho.
Indawo Esiza Kukukhonzela Kuyo
Sivuyela ukunika uYehova le ndawo eza kuzukisa igama lakhe.
Vel’ Uqale
Ukushumayela ngakumbi, ngazo zonke iindlela, kunokusivuyisa njengabakhonzi bakaYehova.
Ntombi Yam Endiyithandayo
Utata ubukela intombi yakhe njengoko ikhula ize iyenze eyayo inyaniso.
Sibuka Okwenz’leyo
Yixabise inyhweba yokusenza noYehova!
Ndingaphakama
Khawubukele umkhonzi kaYehova owayekade ezimisele, njengoko efumana amandla aze abuyele kuthando lwebandla.
Ndiyayigcina Imithetho Yakho
Ngamazwi nezenzo, masibonise ukuba siyithanda nyhani imithetho kaYehova.
Ndinganako Ngokholo
Kufuneka senze imizamo ukuze someleze ukholo lwethu, kodwa uYehova uza kusivuza ngemizamo esiyenzayo.
Ndakhela Ingomso Lam KuYehova
Vuyisa uThixo ngezigqibo ozenza imihla ngemihla.
Thandaza
Sinokwenza ntoni xa sineengxaki?
ILizwi Lakho Liya Kuhlala Likho
Masimbulele uThixo ngokukhusela iLizwi lakhe ukuze lincede abantu!
Ukufunda Ngundoqo
Ukufunda Ilizwi likaThixo yonke imihla kunganceda ulutsha lukhule lumthanda uYehova.
Seyikufuphi Nyhani
Ukulindela iparadesi ezayo kunokusinceda sinyamezele.
Masixolelane
Khangela amathuba okufana noYehova ngokuthi uxolele abanye
Ndiyayazi Indawo Yam
Ungabakhetha njani abona bahlobo bokwenene?
Siyakubulela
UYehova usinika umoya wakhe oyingcwele ukuze asincede sinyamezele iingxaki esidibana nazo. Siyachukumiseka size simculele.
“Yiba Ngumntu Obuka Iindwendwe”
Zeziphi ezinye iindlela onokubuka ngazo iindwendwe?
Thob’ Isantya
Noba sixakeke kakhulu, iyaphucuka indlela esishumayela ngayo nesenza ngayo izinto ebomini bethu xa sithob’ isantya size sithath’ ixesha lethu.
Ungasali
Ungasali kwintlangano kaYehova ehambela phambili!
Siyaxolisa, akukho magama angqamana nokhetho lwakho.