‘Yiba Nesibindi, Yomelela, Uze Usebenze’!
Kufuneka simthembe uYehova ukuze sikwazi ukumelana neemeko ezimbi. Kule drama uza kubona ukuba uDavide wamthemba uYehova waza wenza okuthile.
Ithathwe kweyoku-1 yeziKronike 28:1-20; neyoku-1 kaSamuweli 16:1-23; 17:1-51
Mhlawumbi Ungayithanda Nale
IMBONISELO
UDavide—“LelikaYehova Idabi”
Yintoni eyabangela ukuba uDavide amoyise uGoliyati? Sifunda ntoni kwibali likaDavide?