Zimisele Ukufunda Nokufundisa—Iividiyo
Yiba nobuchule bokufunda nokufundisa phambi kwabantu.
ISIFUNDO 4
Zitshayelele Kakuhle IZibhalo
Ungabanceda njani abantu abakumameleyo bayiqonde ivesi oza kuyifunda?
ISIFUNDO 6
Sicacise Ukuba Singena Njani Isibhalo
Ungenza njani ukuze ungafundi nje isibhalo uze ugqithe kodwa ubenze babone ukuba sidibana njani nento obafundisa yona?
ISIFUNDO 9
Sebenzisa Imifanekiso Neevidiyo Kakuhle
Ungazisebenzisa njani izinto ezifana nemifanekiso, iividiyo nezinye ukuze abantu abakumameleyo bayiqonde le nto ubafundisa yona?
ISIFUNDO 11
Yiba Nehlombe
Ungalisebenzisa njani ihlombe ukuze ukhuthaze abantu abakumameleyo ukuba bayenze into oyifundisayo?
ISIFUNDO 13
Zicacise Kakuhle Izinto Ozifundisayo
Ungabafundisa njani abantu ukuze bayiqonde kakuhle into abafanele bayenze baze bakhuthazeke ukuba bazenze izinto abazifundileyo?
ISIFUNDO 14
Mazicace Ezona Mfundiso Zibalulekileyo Zentetho Yakho
Nceda abantu othetha nabo bakumamele, bayiqonde into oyifundisayo baze bayikhumbule ngokuzenza zicace ezona mfundiso ziphambili zentetho yakho.
ISIFUNDO 15
Makucace Ukuba Uyayikholelwa Le Nto Uyithethayo
Ungabonisa njani ukuba uyayikholelwa into oyithethayo xa unikela intetho naxa ushumayela?
ISIFUNDO 16
Khuthaza, Ungagxeki
Zeziphi iindlela ezintathu esinokuthetha ngazo ukuze sincede abantu babe nethemba?
ISIFUNDO 17
Qiniseka Ukuba Abantu Bayayiqonda Into Oyifundisayo
Yintoni ofanele uyiphephe ukuze uqiniseke ukuba abantu abakumameleyo bayayiqonda into oyifundisayo?
ISIFUNDO 18
Bashiye Benento Abayifundileyo
Ungabenza njani abantu abakumameleyo bacinge, uze ubashiye benento abayifundileyo?
ISIFUNDO19
Fikelela Intliziyo
Ungabanceda njani abantu abakumameleyo bayiqonde le nto uthetha ngayo baze bayenze?
ISIFUNDO 20
Amazwi Okugqibela Mawabangele Umdla
Yintoni ofanele uyenze xa ugqibezela loo nto uyithethayo, enoba usebandleni okanye entsimini?
Mhlawumbi Ungayithanda Nale
IINCWADI NEENCWADANA EZINEMIFANEKISO
Zimisele Ukufunda Nokufundisa
Le ncwadi yenzelwe ukuba ikuncede ukwazi ukufunda nokufundisa kakuhle.