Ngaba UThixo Umamela Yonke Imithandazo?
UThixo umema bonke abantu ukuba bathandaze kuye. Ngaba umamela aze amkele yonke imithandazo?
Eminye Imixholo
Iividiyo ZeBhayibhile—Iimfundiso EzibalulekileyoMhlawumbi Ungayithanda Nale
IMIBUZO YEBHAYIBHILE IYAPHENDULWA
Kutheni Uthandaza? Ngaba UThixo Uza kundiphendula?
Xa uthandaza, uThixo uxhomekeke kuwe ukuze awuphendule loo mthandazo.
IMIBUZO YEBHAYIBHILE IYAPHENDULWA
Ziziphi Izizathu Ezimbini Zokuba UThixo Engayiphulaphuli Eminye Imithandazo?
Funda ukuba yiyiphi imithandazo eyamkelwayo nguThixo nohlobo lwabantu abaphulaphulayo.
IIVIDIYO ZEBHAYIBHILE
Ngaba Ungakwazi Ukuba Ngumhlobo KaThixo?
Sele kuyiminyaka emininzi abantu befuna ukwazi uMdali wabo. IBhayibhile ingasinceda sibe ngabahlobo bakaThixo. Sinokuqala ukuba ngabo ngokufunda igama likaThixo.
ULUTSHA LUYABUZA
Kutheni Kufuneka Ndithandaze?
Ngaba ukuthandaza yindlela nje yokuzenza uzive bhetele okanye kukho into engaphaya koko?
KUCACISWA IIVESI ZEBHAYIBHILE
Kucaciswa uMarko 11:24—“Zonke Izinto Enizicela Ngomthandazo, Yibani Nokholo Ngathi Sele Nizifumene”
Icebiso lukaYesu ngokholo nomthandazo lingasinceda njani simelane neengxaki namhlanje?
INKCAZELO ENGAKUMBI NGATHI
Cela Ukufundelwa IBhayibhile
Fumana izifundo zeBhayibhile simahla ngexesha nakwindawo ekulungeleyo.
IZINTO EZIBALULEKILEYO EZIFUNDISWA YIBHAYIBHILE