Yiya kwinkcazelo

Become Jehovah’s Friend—Sing With Us

UYehova Ligama Lakho (Ingoma 138)

Dumisa igama likaYehova elizukileyo ngale ngoma.

“Ndiyathanda” (Ingoma 17)

Ungabanceda njani abantu abadingayo?

Ukuba Ngumhlobo KaYehova (Ingoma 106)

Ngaba ungathanda ukuba ngumhlobo kaThixo? Amazwi ale ngoma angakunceda wazi ukuba unganguye njani umhlobo kaThixo.

Nceda Uve Umthandazo Wam (Ingoma 56)

Thandaza kuYehova, ibe uza kukuva nokuba uphi.

Enkosi Yehova (Ingoma 2)

Kutheni umbulela uYehova? Khawubone ukuba zingaphi izinto onokuzibulela njengoko ucula le ngoma.

“Nantsi Indlela” (Ingoma 54)

Ungammamela njani uThixo uze wenze izinto njengoYesu?

‘Shumayela ILizwi’ (Ingoma 92)

Ngaba sowukulungele ukucula ingoma ethetha ngokushumayela ngelizwi likaThixo?

Sinike Inkalipho (Ingoma 137)

UYehova unokukunika inkalipho ukuze uthethe ngegama lakhe.

“Ngcamlani Nibone Ukuba UYehova Ulungile” (Ingoma 95)

Funda amazwi ale ngoma, uze uculele umntu okwinkonzo yexesha elizeleyo.

Ubomi Bukavulindlela (Ingoma 140)

Cinga ngokuba nguvulindlela, ubomi apho uhlala enamava eentsikelelo zikaYehova.

Phulaphula, Thobela Uze Usikelelwe (Ingoma 120)

Cula kunye noSihle noAvela uze ufunde isizathu sokuba ukuthobela kusenza sivuye.

Sikelela Ukuhlanganisana Kwethu (Ingoma 20)

Cula uze ubukele oko kwenziwa ngabanye babahlobo bakho ukuze babekho rhoqo kwiintlanganiso zamaKristu.

Ukusebenza Kunye Ngomanyano (Ingoma 53)

Bukela indlela amaKristu amanyene ngayo kwindibano yezizwe ngezizwe.

Abantwana Basisipho SikaThixo (Ingoma 88)

Ngaba ubusazi ukuba usisipho esivela kuYehova? Funda amazwi ale ngoma ukuze ucule nathi.

Ingoma 89—UYehova Ubongoza Esithi: “Yiba Nobulumko, Nyana Wam” (Ingoma 89)

Ngaba uya kwenza konke onako ukuze uvuyise uYehova? Bukela le vidiyo uze wazi ukuba ungakwenza njani oko.

Ubomi Obungenasiphelo—Ekugqibeleni! (Ingoma 55)

Cula kunye nevidiyo uze uzibone uphila eParadesi.

Ummangaliso Wobomi (Ingoma 130)

Funda ukucula le ngoma ukuze ukwazi ukuyicula kwiHolo yoBukumkani.

Hlala Ukhangele Emvuzweni! (Ingoma 24)

Njengokuba ucula le ngoma, cinga ngendlela ubomi obuza kuba mnandi ngayo eParadesi.

Ingoma Yoloyiso (Ingoma 132)

Linganisa uMoses namaSirayeli ngokucula ingoma yokudumisa uYehova.