UkuPha Abantu Abadingayo
Yintoni esibonisa ukuba uYehova ungoyena Mntu uphayo?
Kukupha okunjani okungamvuyisiyo uThixo?
-
Imizekelo eseBhayibhileni enokunceda:
-
Gen 4:3-7; 1Yo 3:11, 12—Kutheni umnikelo kaKayin ungamvuyisi uThixo
-
IZe 5:1-11—UAnaniyas noSafira bayohlwaywa kuba baye baxoka ngomnikelo wabo futhi bebeneenjongo ezingafanelekanga
-
Kukupha okunjani okumvuyisayo uThixo?
Mat 6:3, 4; Rom 12:8; 2Ko 9:7; Heb 13:16
Jonga neZe 20:35
-
Umzekelo oseBhayibhileni onokunceda:
-
Luk 21:1-4—UYesu uyamncoma umhlolokazi olihlwempu onikela ngobubele nangona umnikelo wakhe umncinci kakhulu
-
Ayenikela njani amaKristu okuqala?
IZe 11:29, 30; Rom 15:25-27; 1Ko 16:1-3; 2Ko 9:5, 7
-
Imizekelo eseBhayibhileni enokunceda:
-
IZe 4:34, 35—Ibandla lamaKristu linikela ngobubele, baze abapostile baqinisekise ukuba abo badingayo bayayifumana imali
-
2Ko 8:1, 4, 6, 14—Kulungiselelwa ukunceda amaKristu adingayo
-
Ngowuphi umsebenzi okhethekileyo anawo amaKristu kwiintsapho zawo nakwabo akhonza nawo?
IBhayibhile isifundisa ukuba sifanele siwakhathalele njani amahlwempu?
Yintoni ebonisa ukuba eyona ndlela ibhetele yokunceda abantu kukubanceda bamazi uThixo?
Mat 5:3, 6; Yoh 6:26, 27; 1Ko 9:23
Jonga neMi 2:1-5; 3:13; INt 7:12; Mat 11:4, 5; 24:14
-
Umzekelo oseBhayibhileni onokunceda:
-
Luk 10:39-42—UYesu unceda uMarta abone ukuba izinto ezisisondeza kuThixo zifanele zize kuqala
-