Funda KuMfundisi Omkhulu

Eyona migaqo iyodlula yonke eyakha yakho iseBhayibhileni. Abantwana banokufunda into ethethwa nguYise osezulwini.

Oko Abazali Bafanele Bakunike Abantwana Babo

Le ncwadi yenzelwe ukuba abantu abayifundela abantwana bakwazi ukuncokola ngezinto ezibalulekileyo.

ISAHLUKO 1

Isizathu Sokuba UYesu Abe NguMfundisi Omkhulu

Wayefundisa ngantoni uYesu? Wayeziva phi izinto awayezifundisa?

ISAHLUKO 2

Ileta Evela KuThixo Onothando

Ileta yakhe ikweyona ncwadi ixabiseke ukodlula nayiphi na enye.

ISAHLUKO 3

Lowo Wazenzayo Zonke Izinto

Ngubani owadala iintaka, wazenza zakwazi ukucula? Ngubani owadala ingca eluhlaza? Wena, wadalwa ngubani?

ISAHLUKO 4

UThixo Unalo Igama

Sonke sinamagama. Uyalazi igama likaThixo? Kutheni libalulekile nje igama lakhe?

ISAHLUKO 5

“Lo NguNyana Wam”

Yintoni eyabangela ukuba uYesu abe ngoyena mntu ukhethekileyo?

ISAHLUKO 6

UMfundisi Omkhulu Wayebanceda Abanye Abantu

Uyavuya xa usenzelwa into entle ngomnye umntu? Sonke siyavuya, noMfundisi Omkhulu wayeyazi loo nto.

ISAHLUKO 7

Ukuthobela Kuya Kukukhusela

Abantwana banokufunda kubantu abadala. Xa uThixo esithi masenze into, simele siqiniseke ukuba ifanelekile.

ISAHLUKO 8

Bakho Abangaphezulu Kunathi

Ezinye zilungile, ezinye azilunganga

ISAHLUKO 9

Kufuneka Sizixhathise Izilingo

Umele wenze ntoni xa umntu esithi yenza into engalunganga?

ISAHLUKO 10

UYesu Unamandla Kuneedemon

Asimele sizoyike iidemon kodwa kufuneka sizigade zingasilahlekisi.

ISAHLUKO 11

Uncedo Olunikelwa Ziingelosi ZikaThixo

Iingelosi zikaThixo zinceda abo bathanda uYehova nabamkhonzayo.

ISAHLUKO 12

UYesu Usifundisa Indlela Yokuthandaza

Unokuthetha noThixo nanini na emini okanye ebusuku, uza kumamela.

ISAHLUKO 13

Abo Baba Ngabafundi BakaYesu

Yayingabantu abanjani?

ISAHLUKO 14

Isizathu Sokuba Sifanele Sixolele

Ukuze siqonde, uYesu ubalisa ibali.

ISAHLUKO 15

Isifundo Ngokuba Nobubele

Funda kwibali lomSamariya onobubele.

ISAHLUKO 16

Yintoni Eyona Nto Ibalulekileyo?

Sinokuba zizityebi njani kuThixo?

ISAHLUKO 17

Indlela Yokufumana Ulonwabo

Umfundisi omkhulu uveza imfihlelo ebalulekileyo.

ISAHLUKO 18

Ngaba Akulibali Ukuthi Enkosi?

Unokufunda kumzekelo wabantu abayi-10 abaneqhenqa.

ISAHLUKO 19

Ngaba Kufanelekile Ukulwa?

What should you do if trouble starts?

ISAHLUKO 20

Ngaba Usoloko Ufuna Ukuba Ngoyena Uphambili?

Wathini uYesu kubafundi bakhe xa babexabana ngale nto?

ISAHLUKO 21

Ngaba Ikho Into Esifanele Siqhayise Ngayo?

UYesu ubalisa ngomFarisi nomqokeleli werhafu.

ISAHLUKO 22

Isizathu Sokuba Sifanele Sikuphephe Ukuxoka

Funda into uYehova awayenza kuAnaniyas noSafira.

ISAHLUKO 23

Isizathu Sokuba Abantu Bagule

Liya kuze libekho ixesha apho abantu bengasoze baphinde bagule?

ISAHLUKO 24

Ungaze Ube Lisela!

Funda ngabantu abane abathatha izinto ezingezozabo.

ISAHLUKO 25

Ngaba Banokutshintsha Abo Benza Izinto Ezimbi?

Umzekelo kaSawule nehenyukazi usinika impendulo yalo mbuzo.

ISAHLUKO 26

Isizathu Sokuba Kube Nzima Ukwenza Okulungileyo

Baza kuthini abantu ababi xa ungayenzi into abathi yenze?

ISAHLUKO 27

Ngubani UThixo Wakho?

Baninzi oothixo abanqulwa ngabantu. Yintoni omele uyenze wena? AmaHebhere amathathu aselula ayaphendula.

ISAHLUKO 28

Indlela Esinokwazi Ngayo Lowo Sifanele Simthobele

“Buyiselani izinto zikaKesare kuKesare, kodwa izinto zikaThixo kuThixo.”

ISAHLUKO 29

Ngaba Onke Amatheko Ayamkholisa UThixo?

Ubusazi ukuba iBhayibhile ithetha ngamatheko amaninzi awayebhiyozelwa? Sinokuyiqonda indlela awayecinga ngayo uThixo ngala matheko.

ISAHLUKO 30

Indlela Esinokuloyisa Ngayo Uloyiko

Umfundisi Omkhulu zange athi kwakuza kuba lula ukukhonza uYehova. Kodwa umntu unokulufumana uncedo nendlela yokuba nesibindi.

ISAHLUKO 31

Apho Unokufumana Khona Intuthuzelo

Yintoni ofanele uyenze xa ukhathazekile okanye unesithukuthezi?

ISAHLUKO 32

Indlela Awakhuselwa Ngayo UYesu

Funda iindlela uYehova awamkhusela ngazo uYesu oselusana kubantu ababefuna ukumbulala.

ISAHLUKO 33

UYesu Unokusikhusela

Xa wayelapha emhlabeni, wabonisa indlela anokubakhusela ngayo abantu abathandayo.

ISAHLUKO 34

Kuya Kwenzeka Ntoni Xa Sisifa?

Ngaba ufanele ukoyike ukufa okanye abantu abafileyo?

ISAHLUKO 35

Sinako Ukuvuka Ekufeni!

UThixo wanika uYesu Amandla okuvusa abantu, nkqu nabantwana ekufeni.

ISAHLUKO 36

Ngoobani Abaza Kuvuswa? Baza Kuhla Phi?

Wathini uYesu ngale mibuzo?

ISAHLUKO 37

Ukukhumbula UYehova NoNyana Wakhe

UYesu wabonisa abalandeli bakhe indlela ekhethekileyo yokukhumbula into esiyenzelwe nguye noYehova.

ISAHLUKO 38

Isizathu Sokuba Simthande UYesu

Wanikela ngobomi bakhe obufezekileyo ukuze sifumane ubomi obungunaphakade!

ISAHLUKO 39

UThixo Uyamkhumbula UNyana Wakhe

UYesu uvusiwe.

ISAHLUKO 40

Indlela Esinokumvuyisa Ngayo UThixo

Umzekeliso weBhayibhile uthi: “Yiba nobulumko, nyana wam, ibe nemihlali intliziyo yam.”

ISAHLUKO 41

Abantwana Abavuyisa UThixo

Ziintoni onokuzenza ukuze uvuyise uThixo?

ISAHLUKO 42

Isizathu Sokuba Kufuneka Sisebenze

Ukusebenza kunceda iingqondo nemizimba yethu. Unokufunda indlela onokuwuvuyela ngayo umsebenzi.

ISAHLUKO 43

Ngoobani Abantakwethu Noodadewethu?

Ngaba nabantu abangazalwa ngabazali bethu ngabantakwethu noodadewethu?

ISAHLUKO 44

Abahlobo Bethu Bafanele Bamthande UThixo

“Ningalahlekiswa. Unxulumano olubi lonakalisa imikhwa elungileyo.”

ISAHLUKO 45

Buyintoni UBukumkani BukaThixo? Indlela Yokubonisa Ukuba Siyabufuna

Xa kunikelwe zonke izinto ezisemhlabeni kuYesu, uza kutshintsha izinto ezininzi.

ISAHLUKO 46

Ihlabathi Litshatyalaliswa Ngamanzi—Ngaba Oko Kuya Kuphinda kwenzeke?

Amalungisa aya kuhlala emhlabeni ngonaphakade.

ISAHLUKO 47

Indlela Esinokubona Ngayo Ukuba IArmagedon Isondele

Yonke imiqondiso siyayibona.

ISAHLUKO 48

Ihlabathi Elitsha LikaThixo Nelinoxolo​—Indlela Onokuphila Ngayo Kulo

Umele wenze ntoni ukuze wonwabe kulo ngonaphakade?