Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Isimbuku Sowama-2011

Isimbuku Sowama-2011

Isimbuku Sowama-2011

Amasebe AmaNgqina KaYehova: 98

Inani Lamazwe Anikela Ingxelo: 236

Isimbuku Samabandla: 109 403

Ababekho ESikhumbuzweni Ehlabathini

Lonke: 19 374 737

Abathabathileyo ESikhumbuzweni Ehlabathini

Lonke: 11 824

Incopho Yabavakalisi BoBukumkani: 7 659 019

Umlinganiselo Wabavakalisi Abashumayelayo

Nyanga Nganye: 7 395 672

Umlinganiselo Wolwando Kunowama-2010: 2,4

Isimbuku Sababhaptiziweyo: 263 131

Umlinganiselo Woovulindlela Abangancedani

Nyanga Nganye: 466 911

Umlinganiselo Woovulindlela Nyanga Nganye: 895 844

Isimbuku Seeyure Ezichithwe Entsimini: 1 707 094 710

Umlinganiselo Wezifundo ZeBhayibhile Zamakhaya

Nyanga Nganye: 8 490 746

Kunyaka wenkonzo wama-2011, amaNgqina kaYehova aye achitha imali engaphezu kweebhiliyoni zeerandi ezisisi-1,3 ekunyamekeleni oovulindlela abakhethekileyo, abavangeli basemazweni nabaveleli abahambahambayo kwizabelo zabo.

◼ Ehlabathini lonke, bali-20 595 abasebenza kwiiofisi zamasebe. Bonke bangamalungu Elungiselelo Lehlabathi Lonke Labakhonzi Abakwinkonzo Ekhethekileyo Yexesha Elizeleyo YamaNgqina KaYehova.

[Isicangca esikwiphepha 44-51]

INGXELO YONYAKA WENKONZO WAMA-2011 YAMANGQINA KAYEHOVA EHLABATHINI LONKE

(Yiya kwimpapasho)

[Iimaphu ezikwiphepha 52-54]

(Yiya kwimpapasho)