IMBONISELO Januwari 2015 | Urhulumente Ongenalurhwaphilizo
Ehlabathini lonke, abantu bathi urhulumente ngoyena unorhwaphilizo. Ngaba urhulumente ongenalurhwaphilizo liphupha nje?
INQAKU ELINGUMXHOLO
Ityhefu Yorhwaphilizo Lwaseburhulumenteni
Le ngxaki inokuba nzulu kunokuba ucinga.
INQAKU ELINGUMXHOLO
UBukumkani BukaThixo—Urhulumente Ongenalurhwaphilizo
Iinkalo ezintandathu ziqinisekisa ukuba akasayi kuze arhwaphilize
IBHAYIBHILE IYABUTSHINTSHA UBOMI BABANTU
Inyaniso YeBhayibhile Yandinika Iimpendulo Ezanelisayo
UMayli Gündel wayeka ukukholelwa kuThixo xa kwasweleka utata wakhe. Walufumana njani ukholo lokwenene nolwaneliseko?
Madoda—Yenzani Kube Mnandi Ekhaya
Intsapho isenokuba nemali eninzi, kodwa ingabi nayo eyona nto ibalulekileyo.
Ngaba Ubusazi?
Lithetha ukuthini igama elithi “ithenwa” elisetyenziswe eBhayibhileni? Sasiyintoni isizathu sokuba abalusi baseBhayibhileni bahlule izimvu ezibhokhweni?
Ngaba Sifanele Sithandaze KuYesu?
UYesu uwuphendula ngokwakhe lo mbuzo.
Iimpendulo Zemibuzo YeBhayibhile
Ngaba abantu badalwa nguThixo, okanye bavela ezilwanyaneni?
Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi
Ngaba IBhayibhile Iyathetha Ngokutshata Kwabantu Besini Esifanayo?
Ngumntu owaqalisa umtshato omele azi indlela yokuwenza ube mnandi uze ungapheli.