Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

B12-B

Iveki Yokugqibela KaYesu Emhlabeni (Inxalenye 2)

Nisan 12

UKUTSHONA KWELANGA (Iintsuku zamaYuda ziqala zize ziphele ekutshoneni kwelanga)

UKUPHUMA KWELANGA

  • Usuku oluthe cwaka nabafundi bakhe

  • UYudas ulungiselela ukumjikela

UKUTSHONA KWELANGA

Nisan 13

UKUTSHONA KWELANGA

UKUPHUMA KWELANGA

  • UPetros noYohane balungiselela iPasika

  • UYesu nabanye abapostile bafika emva kwemini

UKUTSHONA KWELANGA

Nisan 14

UKUTSHONA KWELANGA

  • Utya iPasika nabapostile

  • Uhlamba iinyawo zabapostile

  • Ugxotha uYudas

  • Uqalisa iSidlo SeNkosi Sangokuhlwa

  • Uyajikelwa aze abanjwe kumyezo waseGetsemane

  • Abapostile bayabaleka

  • Ubuzwa imibuzo yiNkundla Ephakamileyo YamaYuda endlini kaKayafa

  • UPetros uphika uYesu

UKUPHUMA KWELANGA

  • Uphinda avele kwiNkundla Ephakamileyo YamaYuda

  • Usiwa kuPilato, asiwe kuHerode, aphinde abuyiselwe kuPilato

  • Ugwetywa ukuba afe aze abulawelwe eGolgotha

  • Uyafa malunga nentsimbi yesithathu emva kwemini

  • Umzimba wakhe uyathathwa uze ungcwatywe

UKUTSHONA KWELANGA

Nisan 15 (NgeSabatha)

UKUTSHONA KWELANGA

UKUPHUMA KWELANGA

  • UPilato uyavuma ukuba kubekwe oonogada ngakwingcwaba likaYesu

UKUTSHONA KWELANGA

Nisan 16

UKUTSHONA KWELANGA

  • Kuthengwa ezinye iziqholo zokungcwaba

UKUPHUMA KWELANGA

  • Uvusiwe

  • Ubonakala kubafundi bakhe

UKUTSHONA KWELANGA