Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Indaba Ezilungileyo Ezibaliswa NguMarko

Izahluko

1 2 3 4 5 6 7 8 9 10 11 12 13 14 15 16

Oko kuqulethweyo

  • 1

    • UYohane umBhaptizi uyashumayela (1-8)

    • UYesu uyabhaptizwa (9-11)

    • UYesu uhendwa nguSathana (12, 13)

    • UYesu uqalisa ukushumayela eGalili (14, 15)

    • Kubizwa abafundi bokuqala (16-20)

    • Kukhutshwa idemon (21-28)

    • UYesu uphilisa abantu abaninzi eKapernahum (29-34)

    • Uthandaza kwindawo engenamntu (35-39)

    • Kuphiliswa umntu oneqhenqa (40-45)

  • 2

    • UYesu uphilisa umntu ofe umzimba (1-12)

    • UYesu ubiza uLevi (13-17)

    • Umbuzo ngokuzila ukutya (18-22)

    • UYesu ‘uyiNkosi yeSabatha’ (23-28)

  • 3

    • Indoda efe isandla iyaphiliswa (1-6)

    • Abantu abaninzi elunxwemeni (7-12)

    • Abapostile abayi-12 (13-19)

    • Ukuthuka umoya oyingcwele (20-30)

    • Umama kaYesu nabantakwabo (31-35)

  • 4

    • IMIZEKELO ETHETHA NGOBUKUMKANI (1-34)

      • Umntu otyalayo (1-9)

      • Isizathu sokuba uYesu asebenzise imizekelo (10-12)

      • Kucaciswa umzekelo womntu otyalayo (13-20)

      • Isibane asibekwa phantsi kwebhaskithi (21-23)

      • Indlela eniqonda ngayo (24, 25)

      • Umntu otyalayo aze alale (26-29)

      • Ukhozo lwemostade (30-32)

      • Ukusetyenziswa kwemizekelo (33, 34)

    • UYesu uphelisa isaqhwithi (35-41)

  • 5

    • UYesu ukhuphela iidemon ezihagwini (1-20)

    • Intombi kaYayiro; umfazi ubamba isambatho sikaYesu sangaphezulu (21-43)

  • 6

    • UYesu akamkelwa kummandla wakowabo (1-6)

    • Abapostile abayi-12 baxelelwa izinto abamele bazenze xa beyokushumayela (7-13)

    • UYohane umBhaptizi uyafa (14-29)

    • UYesu upha amadoda ayi-5 000 ukutya (30-44)

    • UYesu uhamba phezu kwamanzi (45-52)

    • Kuphiliswa abantu eGenesarete (53-56)

  • 7

    • Kubhencwa izithethe zabantu (1-13)

    • Umntu ungcoliswa zizinto eziphuma entliziyweni (14-23)

    • Umfazi waseFenike onokholo (24-30)

    • Kuphiliswa indoda engevayo (31-37)

  • 8

    • UYesu upha amadoda ayi-4 000 ukutya (1-9)

    • Bacela ummangaliso (10-13)

    • Igwele labaFarisi nelikaHerode (14-21)

    • Kuphiliswa indoda engaboniyo eBhethesayida (22-26)

    • UPetros uchaza ukuba ngubani uKristu (27-30)

    • Kuprofetwa ngokufa kukaYesu (31-33)

    • Abalandeli bakaYesu bokwenene (34-38)

  • 9

    • UYesu uyatshintsha (1-13)

    • Kuphiliswa inkwenkwe enedemon (14-29)

      • Zonke izinto zinako ukwenzeka kumntu onokholo (23)

    • Kuphinda kuprofetwe ngokufa kukaYesu (30-32)

    • Abafundi baphikisana ngokuba ngubani omkhulu (33-37)

    • Nabani na ongasichasiyo ungakuthi (38-41)

    • Izinto ezenza abantu bone (42-48)

    • “Yibani nencasa yetyiwa” (49, 50)

  • 10

    • Umtshato nokuqhawula umtshato (1-12)

    • UYesu usikelela abantwana (13-16)

    • Umbuzo wendoda esisityebi (17-25)

    • Ukuncama izinto ngenxa yoBukumkani (26-31)

    • Kuphinda kuprofetwe ngokufa kukaYesu (32-34)

    • Isicelo sikaYakobi noYohane (35-45)

      • UYesu uhlawulela abantu abaninzi (45)

    • UBhartimeyu ongaboniyo uyaphiliswa (46-52)

  • 11

    • UYesu ungena oyisile (1-11)

    • Kuqalekiswa umthi wamafiya (12-14)

    • UYesu ucoca itempile (15-18)

    • UYesu ufundisa isifundo ngomthi wamafiya (19-26)

    • Kuphikiswa igunya likaYesu (27-33)

  • 12

    • Umzekelo wabalimi abangababulali (1-12)

    • UThixo noKesare (13-17)

    • Kubuzwa ngovuko (18-27)

    • Imiyalelo emibini eyeyona ibalulekileyo (28-34)

    • UKristu ngunyana kaDavide na? (35-37a)

    • Kuthiwa mabalumkele ababhali (37b-40)

    • Iisentana ezimbini zomhlolokazi olihlwempu (41-44)

  • 13

    • INDLELA YOKUBONA ISIPHELO SELI HLABATHI (1-37)

      • Iimfazwe, iinyikima, indlala (8)

      • Ukushunyayelwa kweendaba ezilungileyo (10)

      • Ixesha lentlungu engathethekiyo (19)

      • Ukuza koNyana womntu (26)

      • Umzekelo womthi wamafiya (28-31)

      • Hlalani nithe qwa (32-37)

  • 14

    • Ababingeleli baceba ukubulala uYesu (1, 2)

    • UYesu ugalelwa ngeoli enuka kamnandi (3-9)

    • UYudas ujikela uYesu (10, 11)

    • IPasika yokugqibela (12-21)

    • ISidlo Sangokuhlwa SeNkosi sokuqala (22-26)

    • Kuprofetwa ukuba uPetros uza kuphika uYesu (27-31)

    • UYesu uthandaza eGetsemane (32-42)

    • UYesu uyabanjwa (43-52)

    • Kuxoxwa ityala kwiNkundla Ephakamileyo YamaYuda (53-65)

    • UPetros uphika uYesu (66-72)

  • 15

    • UYesu phambi koPilato (1-15)

    • Ugezelwa phambi kwabantu (16-20)

    • Ubethelelwa esibondeni eGolgotha (21-32)

    • Ukufa kukaYesu (33-41)

    • UYesu uyangcwatywa (42-47)

  • 16

    • UYesu uvusiwe (1-8)