Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Incwadi YeLevitikus

Izahluko

Oko kuqulethweyo

  • 1

    • Umnikelo otshiswayo (1-17)

  • 2

    • Umnikelo wokutya okuziinkozo (1-16)

  • 3

    • Umnikelo wobuhlobo (1-17)

      • Ungawatyi amanqatha okanye igazi (17)

  • 4

    • Umnikelo wesono (1-35)

  • 5

    • Iminikelo eyayifuneka ngenxa yezono ezithile (1-6)

      • Ukuxela abantu abenze isono (1)

    • Iminikelo yamahlwempu (7-13)

    • Umnikelo wetyala ngenxa yezono ezingenziwanga ngabom (14-19)

  • 6

    • Ezinye izinto ngomnikelo wetyala (1-7)

    • Imithetho yeminikelo (8-30)

      • Umnikelo otshiswayo (8-13)

      • Umnikelo wokutya okuziinkozo (14-23)

      • Umnikelo wesono (24-30)

  • 7

    • Imithetho yeminikelo (1-21)

      • Umnikelo wetyala (1-10)

      • Umnikelo wobuhlobo (11-21)

    • Akuvumelekanga ukutya amanqatha okanye igazi (22-27)

    • Izinto ezifunyanwa ngababingeleli (28-36)

    • Kuthethwa okokugqibela ngeminikelo (37, 38)

  • 8

    • Ukubekwa kwababingeleli abaphuma kuAron (1-36)

  • 9

    • UAron wenza umnikelo wokumiselwa (1-24)

  • 10

    • Umlilo ovela kuYehova ubulala uNadabhi noAbhihu (1-7)

    • Imithetho elawula ababingeleli xa besela naxa besitya (8-20)

  • 11

    • Izilwanyana ezicocekileyo nezingacocekanga (1-47)

  • 12

    • Ukuzicoca emva kokuzala (1-8)

  • 13

    • Imithetho elawula iqhenqa (1-46)

    • Iqhenqa elisempahleni (47-59)

  • 14

    • Ukucocwa kwiqhenqa (1-32)

    • Ukucocwa kwezindlu ezosulelekileyo (33-57)

  • 15

    • Ukungcola okuphuma kumalungu okuzala (1-33)

  • 16

    • IMini Yokuhlawulela (1-34)

  • 17

    • Intente engcwele, indawo yokubingelela (1-9)

    • Akuvumelekanga ukutya igazi (10-14)

    • Imithetho engezilwanyana ezifileyo (15, 16)

  • 18

    • Ukwabelana ngesondo okungekho mthethweni (1-30)

      • Ningenzi izinto ezenziwa ngamaKanan (3)

      • Ukwabelana ngesondo nezalamane (6-18)

      • Xa umntu esexesheni (19)

      • Ukulala nesilwanyana (23)

      • ‘Hlalani nicocekile, kungenjalo ilizwe liza kunihlanza’ (24-30)

  • 19

    • Imithetho yokuba ngcwele (1-37)

      • Indlela yokuvuna (9, 10)

      • Ukucingela abangevayo nabangaboniyo (14)

      • Ukungcolisa igama lomntu (16)

      • Ungabi nenqala (18)

      • Ayivumelekanga imilingo namagqirha (26, 31)

      • Ukuzikrwela enyameni akuvumelekanga (28)

      • Ukuhlonipha abantu abadala (32)

      • Indlela yokuphatha umntu wasemzini (33, 34)

  • 20

    • Ukunqulwa kukaMoleki; ukuya emagqirheni (1-6)

    • Yibani ngcwele nize nihloniphe abazali (7-9)

    • Mababulawe abantu abaziphatha kakubi ngesondo (10-21)

    • Kufuneka nibe ngcwele ukuze nihlale elizweni (22-26)

    • Amagqirha makabulawe (27)

  • 21

    • Ababingeleli mababe ngcwele yaye bacoceke (1-9)

    • Umbingeleli makangazingcolisi (10-15)

    • Ababingeleli mabangabi naziphene (16-24)

  • 22

    • Ukucoceka kwababingeleli nokutya izinto ezingcwele (1-16)

    • Iminikelo mayibe zizilwanyana eziphilileyo (17-33)

  • 23

    • Iintsuku namatheko angcwele (1-44)

      • ISabatha (3)

      • IPasika (4, 5)

      • ITheko Lezonka Ezingenagwele (6-8)

      • Ukunikelwa kwezivuno zokuqala (9-14)

      • ITheko Leeveki (15-21)

      • Ukuvuna kakuhle (22)

      • ITheko Lokuvuthelwa Kwamaxilongo (23-25)

      • USuku Lokuhlawulela (26-32)

      • ITheko Lamakhusi (33-43)

  • 24

    • Ioli yezibane zentente engcwele (1-4)

    • Izonka zokubonisa (5-9)

    • Makabethwe ngamatye afe umntu othetha kakubi ngegama likaThixo (10-23)

  • 25

    • Unyaka weSabatha (1-7)

    • Unyaka weNkululeko (8-22)

    • Ukubuyiselwa komhlaba nezindlu (23-34)

    • Indlela yokuphatha amahlwempu (35-38)

    • Imithetho ngobukhoboka (39-55)

  • 26

    • Makungakhonzwa zithixo (1, 2)

    • Iintsikelelo ngenxa yokuthobela (3-13)

    • Isohlwayo ngenxa yokungathobeli (14-46)

  • 27