BONISA Incwadi YeBhayibhile Genesis Eksodus Levitikus Numeri Duteronomi Yoshuwa ABagwebi Rute 1 Samuweli 2 Samuweli 1 Kumkani 2 Kumkani 1 Kronike 2 Kronike Ezra Nehemiya Estere Yobhi INdumiso IMizekeliso INtshumayeli INgoma yazo iiNgoma Isaya Yeremiya IZililo Hezekile Daniyeli Hoseya Yoweli Amosi Obhadiya Yona Mika Nahum Habhakuki Zefaniya Hagayi Zekariya Malaki Mateyu Marko Luka Yohane IZenzo Roma 1 Korinte 2 Korinte Galati Efese Filipi Kolose 1 Tesalonika 2 Tesalonika 1 Timoti 2 Timoti Tito Filemon Hebhere Yakobi 1 Petros 2 Petros 1 Yohane 2 Yohane 3 Yohane Yuda ISityhilelo Isahluko 1 2 3 4 5 6 7 8 9 10 11 12 Incwadi YeNtshumayeli Izahluko 1 2 3 4 5 6 7 8 9 10 11 12 Oko kuqulethweyo 1 Yonke into ililize (1-11) Umhlaba uhlala ukho ngonaphakade (4) Imijikelo yendalo iyaqhubeka (5-7) Akukho nto intsha phantsi kwelanga (9) Ubulumko bomntu bulinganiselwe (12-18) Ukuleqana nomoya (14) 2 Ubutyebi bukaSolomon (1-11) Umntu akanabulumko ngokupheleleyo (12-16) Ukusebenza nzima kulilize (17-23) Yitya, usele uze wonwabele umsebenzi (24-26) 3 Yonke into inexesha layo (1-8) Ukonwabela ubomi sisipho sikaThixo (9-15) Ukuphila ngonaphakade kusentliziyweni yomntu (11) UThixo ugweba bonke abantu ngobulungisa (16, 17) Abantu nezilwanyana bayafa ekugqibeleni (18-22) Bonke baza kubuyela eluthulini (20) 4 Ingcinezelo inamandla kunokufa (1-3) Indlela efanelekileyo yokusebenza (4-6) Indlela abaluleke ngayo umhlobo (7-12) Ababini babhetele kunomnye (9) Ubomi bomlawuli bunokuba lilize (13-16) 5 Yoyika uThixo (1-7) Abangaphantsi bajongwe ngabangasentla kwabo (8, 9) Ubutyebi bulilize (10-20) Abantu abathanda imali aboneli (10) Umntu osebenza nzima ulala kamnandi (12) 6 Ukuba nezinto kodwa ungazonwabeli (1-6) Yonwabela izinto onazo ngoku (7-12) 7 Igama elihle nomhla wokufa (1-4) Ukukhalinyelwa ngumntu osisilumko (5-7) Kubhetele ukuphela kwento kunokuqalwa kwayo (8-10) Indlela obunceda ngayo ubulumko (11, 12) Iintsuku ezintle neentsuku ezimbi (13-15) Sukubaxa izinto (16-22) Izinto ezafunyaniswa ngumhlanganisi (23-29) 8 Ukulawulwa ngabantu abanesono (1-17) Thobela imiyalelo kakumkani (2-4) Ukulawulwa ngumntu kuyenzakalisa (9) Xa isigwebo singawiswanga ngokukhawuleza (11) Yitya, usele uze wonwabe (15) 9 Isiphelo sabo bonke siyafana (1-3) Yonwabela ubomi nangona uza kufa (4-12) Abafileyo abazi nto (5) Akukho nto yenziwayo engcwabeni (10) Ixesha neziganeko ezingalindelekanga (11) Ubulumko abusoloko buxatyiswa (13-18) 10 Ubudenge obuncinci buyabogquma ubulumko (1) Ubungozi bokungenzi izinto kakuhle (2-11) Ingxaki yokuba sisidenge (12-15) Ubudenge babalawuli (16-20) Intaka isenokuyiphinda into oyithethileyo (20) 11 Wasebenzise amathuba avelayo (1-8) Phosa isonka sakho emanzini (1) Hlwayela imbewu kusasa de kube ngokuhlwa (6) Bonwabele ngendlela efanelekileyo ubutsha bakho (9, 10) 12 Mkhumbule uMdali wakho ungekoluphali (1-8) Umhlanganisi uyaqukumbela (9-14) Amazwi obulumko anjengeemviko (11) Yoyika uThixo wokwenene (13) Edlulileyo Elandelayo Printa Yithumele Yithumele Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi YeNtshumayeli INGUQULELO YEHLABATHI ELITSHA YEZIBHALO EZINGCWELE Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi YeNtshumayeli IsiXhosa Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi YeNtshumayeli https://cms-imgp.jw-cdn.org/img/p/1001061100/univ/wpub/1001061100_univ_sqr_xl.jpg