Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Ungazifumana Njani IZibhalo KwiBhayibhile Yakho?

Ungazifumana Njani IZibhalo KwiBhayibhile Yakho?

Iincwadi zeBhayibhile a

Igama leNcwadi

Umbhali

Ukugqitywa kwayo

Genesis

UMoses

1513 B.C.E.

Eksodus

UMoses

1512 B.C.E.

Levitikus

UMoses

1512 B.C.E.

Numeri

UMoses

1473 B.C.E.

Duteronomi

UMoses

1473 B.C.E.

Yoshuwa

UYoshuwa

m. 1450 B.C.E.

ABagwebi

USamuweli

m. 1100 B.C.E.

Rute

USamuweli

m. 1090 B.C.E.

1 Samuweli

USamuweli; UGadi; UNatan

m. 1078 B.C.E.

2 Samuweli

UGadi; UNatan

m. 1040 B.C.E.

1 Kumkani

UYeremiya

580 B.C.E.

2 Kumkani

UYeremiya

580 B.C.E.

1 Kronike

UEzra

m. 460 B.C.E.

2 Kronike

UEzra

m. 460 B.C.E.

Ezra

UEzra

m. 460 B.C.E.

Nehemiya

UNehemiya

e. 443 B.C.E.

Estere

UModekayi

m. 475 B.C.E.

Yobhi

UMoses

m. 1473 B.C.E.

IiNdumiso

UDavide nabanye

m. 460 B.C.E.

IMizekeliso

USolomon; UAgure; ULemuweli

m. 717 B.C.E.

INtshumayeli

USolomon

p. 1000 B.C.E.

INgoma Yazo Iingoma

USolomon

m. 1020 B.C.E.

Isaya

UIsaya

e. 732 B.C.E.

Yeremiya

UYeremiya

580 B.C.E.

IZililo

UYeremiya

607 B.C.E.

Hezekile

UHezekile

m. 591 B.C.E.

Daniyeli

UDaniyeli

m. 536 B.C.E.

Hoseya

UHoseya

e. 745 B.C.E.

Yoweli

UYoweli

m. 820 B.C.E. (?)

Amosi

UAmosi

m. 804 B.C.E.

Obhadiya

UObhadiya

m. 607 B.C.E.

Yona

UYona

m. 844 B.C.E.

Mika

UMika

p. 717 B.C.E.

Nahum

UNahum

p. 632 B.C.E.

Habhakuki

UHabhakuki

m. 628 B.C.E. (?)

Zefaniya

UZefaniya

p. 648 B.C.E.

Hagayi

UHagayi

520 B.C.E.

Zekariya

UZekariya

518 B.C.E.

Malaki

UMalaki

e. 443 B.C.E.

Mateyu

UMateyu

m. 41 C.E.

Marko

UMarko

m. 60-65 C.E.

Luka

ULuka

m. 56-58 C.E.

Yohane

Umpostile uYohane

m. 98 C.E.

IZenzo

ULuka

m. 61 C.E.

Roma

UPawulos

m. 56 C.E.

1 Korinte

UPawulos

m. 55 C.E.

2 Korinte

UPawulos

m. 55 C.E.

Galati

UPawulos

m. 50-52 C.E.

Efese

UPawulos

m. 60-61 C.E.

Filipi

UPawulos

m. 60-61 C.E.

Kolose

UPawulos

m. 60-61 C.E.

1 Tesalonika

UPawulos

m. 50 C.E.

2 Tesalonika

UPawulos

m. 51 C.E.

1 Timoti

UPawulos

m. 61-64 C.E.

2 Timoti

UPawulos

m. 65 C.E.

Tito

UPawulos

m. 61-64 C.E.

Filemon

UPawulos

m. 60-61 C.E.

Hebhere

UPawulos

m. 61 C.E.

Yakobi

UYakobi (umntakwabo Yesu)

p. 62 C.E.

1 Petros

UPetros

m. 62-64 C.E.

2 Petros

UPetros

m. 64 C.E.

1 Yohane

Umpostile uYohane

m. 98 C.E.

2 Yohane

Umpostile uYohane

m. 98 C.E.

3 Yohane

Umpostile uYohane

m. 98 C.E.

Yuda

UYuda (umntakwabo Yesu)

m. 65 C.E.

ISityhilelo

Umpostile uYohane

c. 96 C.E.

Phawula: Ezinye iincwadi, ababhali bazo, nexesha ezagqitywa ngazo akuqinisekwanga ngalo. Imihla emininzi iyaqikelelwa, uphawu e. luthetha “emva,” m. uthetha “malunga,” aze p. athethe “phambi.”

a Le ngxelo ibonisa iincwadi eziyi-66 zeBhayibhile ezifumaneka phantse kuzo zonke iinguqulelo zayo. Le ndlela zilandelelana ngayo yaqala ukusetyenziswa kwiminyaka yoo-300.