Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Oktobha 23-​29

HOSEYA 8-14

Oktobha 23-​29
  • Ingoma 153 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Mnike Konke Onako UYehova”: (imiz. 10)

    • Hos 14:2—UYehova uyayixabisa imibingelelo ‘yamazwi emilebe yethu’ (w07 4/1 20 ¶2)

    • Hos 14:4—UYehova uyabaxolela, uyakholiswa ngabo ibe uba ngumhlobo wabo bamnika konke abanako (w11 2/15 16 ¶15)

    • Hos 14:9—Ukwenza izinto ezifunwa nguYehova kunceda kwathina (jd 87-88 ¶11 *)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Hos 10:12—Yintoni esimele siyenze ukuze uYehova asenze ‘sivune ngokuvumelana nobubele bothando’? (w05 11/15 28 ¶7)

    • Hos 11:1—Azaliseka njani la mazwi kuYesu? (w11 8/15 10 ¶10)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Hos 8:1-14

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) T-35 *

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) T-35 *—Eli phecana ubulishiye kutyelelo lokuqala. Qhubeka nencoko yenu uze umphendule ngobubele umntu ochasayo.

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) lv iphe. 152 ¶13-15 *—Bonisa indlela yokufikelela intliziyo.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

^ isiqe. 9 Incwadi: Hlala Uyikhumbula Imini KaYehova

^ isiqe. 17 Iphecana: Ngaba Abafi Bangaphinda Baphile Kwakhona?

^ isiqe. 18 Iphecana: Ngaba Abafi Bangaphinda Baphile Kwakhona?

^ isiqe. 19 Incwadi: Zigcineni Kuthando LukaThixo

^ isiqe. 23 Incwadi: UBukumkani BukaThixo Buyalawula!