Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Disemba 2-8

INDUMISO 113-118

Disemba 2-8

Ingoma 127 Nomthandazo | Amazwi Okuvula (umz. 1)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

1. Singambulela Ngantoni UYehova?

(imiz. 10)

UYehova uyasikhusela, usiphatha ngobubele ibe uyasihlangula (INd 116:​6-8; w01 1/1 11 ¶13)

Singambulela uYehova ngokuthobela imithetho nemigaqo yakhe (INd 116:​12, 14; w09 7/15 29 ¶4-5)

Singambulela uYehova ngokunikela kuye “umbingelelo wokubulela” (INd 116:17; w19.11 22-23 ¶9-11)

2. Ubuncwane ObuseBhayibhileni

(imiz. 10)

  • INd 116:15​—Ngoobani abo ‘bathembekileyo’ bakaThixo ethetha ngabo le vesi? (w12 5/15 22 ¶1-2)

  • Ziintoni ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?

3. Ufundo LweBhayibhile

YIKHUTHALELE INTSIMI

4. Isibindi​—Into Eyenziwa NguYesu

(imiz. 7) Ingxubusho. Dlala IVIDIYO, nize nithethe nge-lmd isifundo 12 ingongoma 1-2.

5. Isibindi​—Yenza NjengoYesu

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Ingoma 60

6. Iimfuno Zebandla

(imiz. 15)

7. Isifundo SeBhayibhile Sebandla

Amazwi Okuvala (imiz. 3) | Ingoma 29 Nomthandazo