Novemba 13-19
OBHADIYA 1–YONA 4
Ingoma 42 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Funda Kwiimpazamo Zakho”: (imiz. 10)
[Dlala ividiyo ethi, Intshayelelo KaObhadiya.]
[Dlala ividiyo ethi, Intshayelelo KaYona.]
Yon 3:1-3—UYona wafunda kwiimpazamo zakhe (ia 114 ¶22-23 *)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
Obha 10—UEdom wayeza ‘kunqunyulwa njani ukusa kwixesha elingenammiselo’? (w07 11/1 13 ¶5)
Obha 12—Yintoni esinokuyifunda ngokugweba kukaThixo amaEdom? (jd 112 ¶4-5 *)
Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Yon 3:1-10
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) wp17.6 * ngaphandle—Yenza amalungiselelo okubuyela.
Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) wp17.6 *—Ubushiye imagazini kutyelelo lokuqala. Bonisa indlela yokubuyela uze uthethe ngenye yeencwadi zethu.
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) ld 12-13 * (Khetha imifanekiso eniza kuthetha ngayo.)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Oko Sikufundayo Kwincwadi KaYona”: (imiz. 15) Xubusha eli nqaku uze emva koko udlale ividiyo ethi, Unqulo Lwentsapho: UYona—Ukufunda Kwinceba KaYehova.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) kr isahl. 21 ¶8-14 *
Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 133 Nomthandazo
^ isiqe. 9 Incwadi: Xelisa Ukholo Lwabo
^ isiqe. 12 Incwadi: Hlala Uyikhumbula Imini KaYehova
^ isiqe. 17 Imagazini: IMboniselo kawonke-wonke
^ isiqe. 18 Imagazini: IMboniselo kawonke-wonke
^ isiqe. 19 Incwadana: Mamela UThixo
^ isiqe. 23 Incwadi: UBukumkani BukaThixo Buyalawula!