Meyi 25-31
GENESIS 42-43
Ingoma 120 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“UYosefu Wazibamba”: (imiz. 10)
Gen 42:5-7—UYosefu wazola xa wayebona abantakwabo (w15 5/1 13 ¶5; 14 ¶1)
Gen 42:14-17—UYosefu wabavavanya abantakwabo (w15 5/1 14 ¶2)
Gen 42:21, 22—Abantakwabo babonisa ukuzisola (it-2-E 108 ¶4)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
Gen 42:22, 37—Zeziphi iimpawu ezintle uRubhen awazibonisayo? (it-2-E 795)
Gen 43:32—Kwakutheni ukuze abantu baseYiputa bakwenyanye ukutya namaHebhere? (w04 1/15 29 ¶1)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Gen 42:1-20 (th isifundo 2)
YIKHUTHALELE INTSIMI]
Ividiyo Yokubuyela Okwesibini: (imiz. 5) Ingxubusho. Yidlale uze ubuze: Lo mzalwana wenze njani ukuze atyhile isibhalo? Bekutheni ukuze ambonise incwadi ethi Okufundiswa YiBhayibhile ibe uyenze njani loo nto?
Xa Ubuyela Okwesibini: (imiz. 3 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. (th isifundo 15)
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 5 nangaphantsi) lv 34 ¶18 (th isifundo 8)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Yiba Nomfanekiso-ngqondweni Wento Oyifundayo”: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi, Phucula Indlela Oyifunda Ngayo IBhayibhile—Isicatshulwa. Bakhuthaze ukuba bayibukele yonke ividiyo esithathwe kuyo esi sicatshulwa.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) ia isahl. 11 isiqe. 1-11
Amazwi Okuvala (imiz. 3 nangaphantsi)
Ingoma 150 Nomthandazo