Meyi 15-21
YEREMIYA 39-43
Ingoma 133 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“UYehova Uya Kunika Ngamnye Ngokwemisebenzi Yakhe”: (imiz. 10)
Yer 39:4-7—UZedekiya wehlelwa zizinto ezibuhlungu ngenxa yokungamthobeli kwakhe uYehova (it-2-E 1228 ¶4)
Yer 39:15-18—UYehova wakuxabisa ukuthenjwa kwakhe nguEbhedi-meleki (w12 5/1 31 ¶5)
Yer 40:1-6—UYehova wamnyamekela umkhonzi wakhe othembekileyo uYeremiya (it-2-E 482)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
Yer 42:1-3; 43:2, 4—Ziintoni esinokuzifunda kwimpazamo kaYohanan? (w03 5/1 10 ¶10)
Yer 43:6, 7—Yintoni emelwa ziziganeko ekuthethwa ngazo kwezi vesi? (it-1-E 463 ¶4)
Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Yer 40:11–41:3
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) Isa 46:10 —Fundisa Inyaniso. Yenza amalungiselelo okubuyela.
Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) ISi 12:7-9, 12—Fundisa Inyaniso. Yenza amalungiselelo okubuyela.
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) bh 153 ¶19-20—Mmemele kwiintlanganiso
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“UYehova Akalulibali Uthando Lwenu” (Nd 71:18): (imiz. 15) Ingxubusho. Qala ngokudlala ividiyo ethi, UYehova Akalulibali Uthando Lwenu.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) kr isahl. 12 ¶16-23, nebhokisi ethi “Kwasikhwankqisa Oku”, “Utyelelo Lweveki Nganye Olunemiphumo Emihle”, nebhokisi yempinda ethi “Buyinto Yokwenene Kangakanani UBukumkani Kuwe?”
Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 123 Nomthandazo