Matshi 31–Aprili 6
IMIZEKELISO 7
Ingoma 34 Nomthandazo | Amazwi Okuvula (umz. 1)
1. Ziphephe Izilingo
(imiz. 10)
Umfana ongenamava ukhetha ukuhamba kwindawo enabafazi abathengisa ngomzimba (IMi 7:7-9; w00 11/15 29 ¶5)
Umfazi othengisa ngomzimba uyamcenga ukuba alale naye (IMi 7:10, 13-21; w00 11/15 30 ¶4-6)
Ubuhlobo bakhe noYehova buyachaphazeleka ngenxa yesigqibo sakhe sobudenge (IMi 7:22, 23; w00 11/15 31 ¶2)
2. Ubuncwane ObuseBhayibhileni
(imiz. 10)
IMi 7:3—Kuthetha ukuthini ukuyibophelela eminweni yethu imithetho kaThixo size siyibhale ezintliziyweni zethu? (w00 11/15 29 ¶1)
Ziintoni ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
3. Ufundo LweBhayibhile
(imiz. 4) IMi 7:6-20 (th isifundo 2)
4. Ukubuyela
(imiz. 4) KWINDLU NGENDLU. Kwixesha elidlulileyo lo mntu uthetha naye uye wasamkela isimemo seSikhumbuzo waze wabonisa umdla. (lmd isifundo 9 ingongoma 5)
5. Ukubuyela
(imiz. 4) UKUSHUMAYELA NGOKUNGACWANGCISWANGA. Kwincoko edlulileyo lo mntu uthetha naye uye wasamkela isimemo seSikhumbuzo waze wabonisa umdla. (lmd isifundo 9 ingongoma 4)
6. Ukubuyela
(imiz. 4) UKUSHUMAYELA ESIDLANGALALENI. Kwincoko edlulileyo lo mntu uthetha naye uye wasamkela isimemo seSikhumbuzo waze wabonisa umdla. (lmd isifundo 9 ingongoma 3)
Ingoma 13
7. Elinye Ithuba (Luk 4:6)
(imiz. 15) Ingxubusho.
Dlala IVIDIYO. Uze ubuze lo mbuzo:
USathana wamlinga njani uYesu ibe angasilinga njani thina ngeendlela ezifanayo?
Singazikhabela kude njani izilingo zikaSathana?
8. Isifundo SeBhayibhile Sebandla
(imiz. 30) bt isahl. 24 ¶13-21