Aprili 24-30
2 KRONIKE 13-16
Ingoma 3 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Simele Sithembele Nini NgoYehova?”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
2Kr 15:16—Singasilinganisa njani isibindi sika-Asa? (w17.03 19 ¶7)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) 2Kr 14:1-15 (th isifundo 5)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Bonisa umntu othetha naye iwebhsayithi yethu uze umnike ikhadi le-jw.org. (th isifundo 1)
Xa Ubuyela: (imiz. 4) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Mcacisele ukuba siqhutywa njani isifundo seBhayibhile, emva koko umnike ikhadi elithetha ngesifundo seBhayibhile. (th isifundo 11)
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 5) lff isifundo 09 isiqendu 7 nendawo ethi Abanye Abantu Bathi (th isifundo 6)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Izigqibo Ezibonisa Ukuba Siyamthemba UYehova”: (imiz. 15) Ingxubusho nevidiyo.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lff isifundo 44 isiqendu 1-4 nesihlomelo 5
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 39 Nomthandazo