Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Matshi 21-27

1 SAMUWELI 16-17

Matshi 21-27
  • Ingoma 7 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (umz. 1)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • LelikaYehova Idabi”: (imiz. 10)

  • Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)

    • 1Sa 16:14—‘UYehova wamyeka njani wangcungcuthekiswa ngumoya ombi’ uSawule? (it-2-E 871-872)

    • Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) 1Sa 16:1-13 (th isifundo 5)

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Ukumemela Abantu ESikhumbuzweni: (imiz. 2) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. (th isifundo 11)

  • Ukumemela Abantu ESikhumbuzweni: (imiz. 3) Mema umntu osebenza naye, ofunda naye okanye okwintsapho yakho owawukhe wancokola naye ngeBhayibhile eze eSikhumbuzweni.(th isifundo 2)

  • Xa Ubuyela: (imiz. 3) Buyela emntwini onomdla nomnike isimemo seSikhumbuzo. (th isifundo 4)

  • Xa Ubuyela: (imiz. 3) Buyela emntwini onomdla nomnike isimemo seSikhumbuzo. Mbonise iwebhsayithi yethu. (th isifundo 20)

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU