Matshi 27– Aprili 2
YEREMIYA 12-16
Ingoma 135 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“AmaSirayeli Amlibala UYehova”: (imiz. 10)
Yer 13:1-5—UYeremiya waluthobela ulwalathiso lukaThixo lokuba afihle ibhanti lelinen nangona oko kwakufuna umgudu (jr 51 ¶17)
Yer 13:6, 7—Xa uYeremiya waphinda wahamba loo mgama mde ukuya kulilanda walifumana ligugile (jr 52 ¶18)
Yer 13:8-11—UYehova wayebafundisa ukuba ubuhlobo obusenyongweni awayenabo namaSirayeli babuza kuphela ngenxa yeentliziyo zabo ezilikhuni (jr 52 ¶19-20; it-1-E 1121 ¶2)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
Yer 12:1, 2, 14—Wawusithini umbuzo kaYeremiya, ibe uYehova wamphendula njani? (jr 118 ¶11)
Yer 15:17—Yayiyintoni imbono kaYeremiya ngabahlobo, ibe sinokumxelisa njani? (w04 5/1 12 ¶16)
Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Yer 13:15-27
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) Isimemo seSikhumbuzo nevidiyo—Yenza amalungiselelo okubuyela.
Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) Isimemo seSikhumbuzo nevidiyo—Yenza amalungiselelo okubuyela.
Intetho: (imiz.6) w16.03 29-31—Umxholo: Abantu BakaThixo Babe Ngabo Nini Abathinjwa Okanye Amabanjwa AseBhabhiloni Enkulu?
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Nceda Intsapho Yakho Ingamlibali UYehova”: (imiz. 15) Ingxubusho. Qala ngokudlala ividiyo ethi, “La Mazwi . . . Amele Abe Sentliziyweni Yakho”—Udliwano-ndlebe neentsapho.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) kr isahl. 10 ¶8-11, nebhokisi ethi “‘Ikrismesi, Imvelaphi Nenjongo Yayo’” nethi “Eyona Nyaniso Ngezinye Iiholide Nemibhiyozo”
Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 48 Nomthandazo