Matshi 20- 26
YEREMIYA 8-11
Ingoma 117 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Abantu Banokuphumelela Kuphela Ukuba Bakhokelwa NguYehova”: (imiz. 10)
Yer 10:2-5, 14, 15—Oothixo beentlanga ngoothixo bobuxoki (it-1-E 555)
Yer 10:6, 7, 10-13—Ngokungafaniyo noothixo beentlanga, nguYehova kuphela uThixo oyinyaniso (w04 10/1 11 ¶10)
Yer 10:21-23—Abantu banokuphumelela kuphela ukuba bakhokelwa nguYehova (w15 9/1 15 ¶1)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
Yer 9:24—Kukuphi ukuba nelunda okufanelekileyo? (w13 1/15 20 ¶16)
Yer 11:10—Kwakutheni ukuze uYeremiya aquke ubukumkani bezizwe ezilishumi basemntla kwizibhengezo zakhe, ngoxa iSamariya yayisele yawayo ngowama-740 B.C.E.? (w07 3/15 9 ¶2)
Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Yer 11:6-16
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) Isimemo seSikhumbuzo nangaphandle kwiwp17.2—Yenza amalungiselelo okubuyela.
Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) Isimemo seSikhumbuzo nangaphandle kwiwp17.2—Yenza amalungiselelo okubuyela.
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) ll iphe. 4-5 (Umfundi angakhetha imifanekiso afuna ukuthetha ngayo.)—Mmemele eSikhumbuzweni.
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Indlela Yokusebenzisa Incwadana Ethi, Phulaphula UThixo Uze Uphile Ngonaphakade: (imiz. 15) Qala ngokuxubusha umxholo othi, Indlela Yokusebenzisa Incwadana Ethi, Phulaphula UThixo Uze Uphile Ngonaphakade. Emva koko, dlala uze uxubushe ividiyo ebonisa indlela yokuqhuba isifundo seBhayibhile kusetyenziswa iphepha 8-9 lale ncwadana. Khuthaza abaphulaphuli bajonge kwezabo iincwadana xa kudlala ividiyo.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) kr isahl. 10 ¶1-7 “neCandelo 3—Imilinganiselo YoBukumkani—Ukufuna Ubulungisa BukaThixo”
Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 35 Nomthandazo