Juni 22-28
EKSODUS 1-3
Ingoma 7 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Ndiza Kuba Yiloo Nto Ndikhetha Ukuba Yiyo”: (imiz. 10)
[Dlala ividiyo ethi, Intshayelelo Ye-Eksodus.]
Eks 3:13—UMoses wayefuna ukwazi ukuba igama elithi Yehova lithetha ukuthini nokuba ungubani (w13 3/15 25 ¶4)
Eks 3:14—UYehova unokuba yiyo nantoni na efunekayo ukuze kwenzeke into ayithandayo (kr 43, ibhokisi)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Eks 2:11-25 (th isifundo 11)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. Phendula umntu ochasayo. (th isifundo 16)
Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. Mnike imagazini esanda kubakho ethetha ngento anomdla kuyo umninimzi. (th isifundo 12)
Intetho: (imiz. 5 nangaphantsi) w02 6/15 11 ¶1-4—Umxholo: Into Enkulu Ngakumbi Kunobuncwane BaseYiputa. (th isifundo 13)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Yiba Ngumhlobo KaYehova—Igama LikaYehova: (imiz. 6) Ingxubusho. Dlala ividiyo. Emva koko, ukuba ungakwazi, cela abantwana obakhethileyo beze eqongeni uze ubabuze: Lithetha ntoni igama likaYehova? UYehova wadala ntoni? UYehova angakunceda njani?
Igama LikaYehova Liyazukiswa EScandinavia: (imiz. 9) Ingxubusho. Dlala ividiyo. Uze ubuze le mibuzo: Kwakutheni ukuze igama likaYehova lingaziwa ngaphambi konyaka ka-1500? Laqala njani ukusetyenziswa igama likaYehova eScandinavia? Kutheni uzithanda IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha?
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) ia isahl. 13 isiqe. 1-12
Amazwi Okuvala (imiz. 3 nangaphantsi)
Ingoma 89 Nomthandazo