Iincoko Onokuzisebenzisa
●○ UTYELELO LOKUQALA *
Umbuzo: Ngaba siphila kwimihla yokugqibela?
Isibhalo: 2Ti 3:1-5
Umbuzo Wokubuyela: Kuza kwenzeka ntoni emva kwale mihla yokugqibela?
○● XA UBUYELA
Umbuzo: Kuza kwenzeka ntoni emva kwale mihla yokugqibela?
Isibhalo: ISi 21:3, 4
Umbuzo Wokubuyela: Singenza ntoni ukuze sifumane ubomi uThixo abuthembisileyo?
^ isiqe. 2 Ukuqala kule nyanga, kuza kubakho incoko onokuyisebenzisa kutyelelo lokuqala naxa ubuyela kuphela.