Juni 10-16
EFESE 1-3
Ingoma 112 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Ilungiselelo LikaYehova Nomsebenzi Walo”: (imiz. 10)
[Dlala ividiyo ethi, Intshayelelo YamaEfese.]
Efe 1:8, 9—“Imfihlelo Engcwele” inento yokwenza noBukumkani BukaMesiya (it-2-E 837 ¶4)
Efe 1:10—UYehova umanyanisa zonke izidalwa zakhe ezikrelekrele (w12 7/15 27-28 ¶3-4)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
Efe 3:13—Kutheni kusithiwa iingxaki zikaPawulos ‘zazithetha uzuko’ kwabase-Efese? (w13 2/15 28 ¶15)
Efe 3:19—Yintoni esimele siyenze ukuze ‘silwazi uthando lukaKristu’? (cl 299 ¶21)
Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Efe 1:1-14 (th isifundo 5)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Ividiyo Yotyelelo Lokuqala: (imiz. 4) Yidlale nize nincokole ngayo.
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. (th isifundo 1)
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3 nangaphantsi) Sebenzisa incoko esekuqaleni. Bonisa indlela yokuphendula umninimzi ochasayo. (th isifundo 3)
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3 nangaphantsi) Sebenzisa incoko esekuqaleni. Emva koko mnike enye yeencwadi esifundisa ngazo. (th isifundo 9)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Ungenza Njani Ukuze Kukuncede Ukufunda?”: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi, Ukufundisisa Kuza Kukunceda ‘Ubambelele Ngokuqinileyo’.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) cf isahl. 9 isiqe.1-9
Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 66 Nomthandazo