Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Juni 5-11

YEREMIYA 51-52

Juni 5-11
  • Ingoma 37 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • ILizwi LikaYehova Liba Yinyaniso Kuyo Yonke Into”: (imiz. 10)

    • Yer 51:11, 28—UYehova waxela kwangaphambili umntu owayeza koyisa iBhabhiloni (it-2-E 360 ¶2-3)

    • Yer 51:30—UYehova waxela kwangaphambili ukuba iBhabhiloni yayingenakukuphepha ukuhlaselwa (it-2-E 459 ¶4)

    • Yer 51:37, 62—UYehova wakuxela kwangaphambili ukuwa kweBhabhiloni (it-1-E 237 ¶1)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Yer 51:25—Kutheni iBhabhiloni ibizwa ngokuba ‘yintaba eyonakalisayo’? (it-2-E 444 ¶9)

    • Yer 51:42—Yintoni eyayithethwa ‘lulwandle’ olwaluza ‘kunyukela phezu’ kweBhabhiloni? (it-2-E 882 ¶3)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Yer 51:1-11

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Lungiselela Iintshumayelo Zale Nyanga: (imiz. 15). Ingxubusho esekelwe “Kwiintshayelelo Onokuzisebenzisa.” Dlala ividiyo yentshumayelo nganye onokuyisebenzisa uze emva koko uxubushe iingongoma eziphambili. Khuthaza abavakalisi babonise umninimzi inkcazelo ekujw.org/xh phantsi kwendawo ethi, IIMFUNDISO ZEBHAYIBHILE > UKUNCEDA INTSAPHO.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU