Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Julayi 1-​7

KOLOSE 1-4

Julayi 1-​7
  • Ingoma 56 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Buhlubeni Ubuntu Obudala, Nambathe Ubuntu Obutsha”: (imiz. 10)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Kol 1:13, 14​—Yintoni ‘ubukumkani boNyana wothando lwakhe’? (it-2-E 169 ¶3-5)

    • Kol 2:8​—Ziintoni ‘izinto eziziziqalelo zehlabathi’? (w08 8/15 28 ¶9)

    • Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Kol 1:1-20 (th isifundo 2)

YIKHUTHALELE INTSIMI

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 17

  • Ingxelo Ka-2018 YeKomiti Yokufundisa: (imiz. 15) Dlala ividiyo. Emva koko nincokole ngale mibuzo: Kutheni kuhanjwa kakhulu xa kusenziwa imisebenzi yentlangano? Isebe Elijongene Nohambo liyonga njani iminikelo yentlangano? Yintoni enokwenziwa ngabavakalisi ukuze intlangano inciphise imali ehambisa ngayo abantu? Eli sebe liza kuzinceda njani iindwendwe eziza kuya kwiindibano zezizwe ngezizwe zika-2019?

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) cf Isahl. 10 isiqe. 1-10

  • Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 98 Nomthandazo