Umzalwana osakhulayo uyaqeqeshwa ebandleni

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO Julayi 2019

Iincoko Onokuzisebenzisa

Iincoko esinokuzisebenzisa ezithetha ngento ebangela ukuba sehlelwe zizinto ezibuhlungu nokuba ziza kuphela njani.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Buhlubeni Ubuntu Obudala, Nambathe Ubuntu Obutsha

Nasemva kokuba sibhaptiziwe simele siqhubeke sihluba ubuntu obudala, sambathe obutsha.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

“Hlalani Nithuthuzelana Yaye Nisakhana”

Sonke siyakwazi ukukhuthazana. Njani?

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Kutyhilwa Umchasi-mthetho

Kulungiswa ingxaki yokuchas’ umthetho okusebenza ngokufihlakeleyo okuchazwe kweyesi-2 kwabaseTesalonika.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Zabalazela Umsebenzi Omhle

Abazalwana ababhaptiziweyo kunye nabasebancinci bamele bazabalazele ukwenza imisebenzi emihle. How?

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Yintoni Onokuyifunda Kwaba Bazalwana?

Ukuba usandul’ ukuba ngumdala okanye isicaka solungiselelo, yintoni onokuyenza ebonisa ukuba uyabahlonipha abazalwana ekudala besenkonzweni kuba benezinto abangakwaziyo ukuzenza ngenxa yeminyaka, impilo okanye iingxaki zentsapho?

UBUTYEBE OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Ukuzinikela KuThixo Nobutyebi

Kutheni siza konwaba xa sizinikela kuThixo kunokufuna ubutyebi?

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Ukuzinikela KuThixo Nokujima. Uthanda Eyiphi?

Imigaqo yeBhayibhile inceda amaKristu ukuba angayithandi ngaphezu koThixo imidlalo?