Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Ngaba Uyazixolela?

Ngaba Uyazixolela?

Kusenokuba nzima ukuba sizixolele thina ngezono esasizenzile uYehova asele ezixolele. Oku kwakuthethwe ngako kwiNdibano YeNgingqi Ka-2016 eyayinomxholo othi, “Ungagungqi Ekukhonzeni uYehova!” Kwanikelwa intetho kwaza kwadlalwa nevidiyo. Bukela ividiyo kwiJW Library kwakhona uze uphendule le mibuzo ilandelayo:

  • Wakhutshelwa ngaphandle ixesha elingakanani uSona?

  • Nguwuphi umbhalo abadala abamfundela wona uSona ibe wamnceda njani?

  • Ibandla lamphatha njani uSona emva kokuba ebuyiselwe?

  • Ziziphi iimvakalelo awayesilwa nazo uSona ibe utata wakhe wamnceda njani?