Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Ukuba Semthethweni Komsebenzi EQuebec

Ukuba Semthethweni Komsebenzi EQuebec

UPawulos wabhenela kuKesare xa wayemangalelwe. Ngokusebenzisa ilungelo lakhe njengommi waseRoma, wasimisela umzekelo nathi namhlanje. Bukela ividiyo ethi, Ukuba Semthethweni Komsebenzi EQuebec uze ubone indlela abazalwana bethu abaye basebenzisa ngayo imithetho yelizwe ukuze bathethelele iindaba ezilungileyo eQuebec. Emva koko phendula le mibuzo ilandelayo:

  • Zeziphi iingxaki abazalwana bethu ababenazo eQuebec?

  • Leliphi iphepha elikhethekileyo abaye balihambisa, ibe yaphumela entwenini loo nto?

  • Kwenzeka ntoni kuMzalwana uAimé Boucher?

  • Eyona Nkundla Iphakamileyo YaseKhanada yagweba njani kwityala likaMzalwana uBoucher?

  • Leliphi ilungelo elisemthethweni elingafane lisetyenziswe abalisebenzisayo abazalwana, ibe kwenzeka ntoni emva koko?

  • Kwenzeka ntoni emva kokuba iintlanganiso zamaKristu ziphazanyiswe ngamapolisa?