Februwari 4-10
ROMA 1–3
Ingoma 88 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Ungayeki Ukuqeqesha Isazela Sakho”: (imiz. 10)
[Dlala ividiyo ethi Intshayelelo Yencwadi YamaRoma.]
Rom 2:14, 15—Wonke umntu unesazela (lv 16 ¶6)
Rom 2:15—Ukuze isazela sethu sikwazi ukusikhokela kufuneka sisiqeqeshe (lv 17-18 ¶8-9)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
Rom 3:4—Singenza ntoni ukuze ‘uThixo afunyaniswe enenyaniso’? (w08 6/15 30 ¶5)
Rom 3:24, 25—“Ukukhululwa ngentlawulelo ngoKristu Yesu” kunceda njani ukuze kuxolelwe “izono ezenzeka kwixesha elidluleyo”? (w08 6/15 29 ¶6)
Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Rom 1:1-17 (th isifundo 10)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Zimisele Ukufunda Nokufundisa: (imiz. 10) Dlala ividiyo ethi Ncokola, nize nincokole ngesifundo 2 sencwadi ethi Ukufundisa.
Intetho: (imiz. 5 nangaphantsi) w06 6/1 12-13—Umxholo: Zazi Izinto Ongenakuzenza Nezingenakwenziwa Ngabanye Abantu. (th isifundo 7)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Ngaba Uyazibona Iimpawu ZikaThixo Ezingenakubonwa?”: (imiz. 15) Dlala nize nincokole ngevidiyo ethi The Wonders of Creation Reveal God’s Glory—Light and Color
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) cf isahl. 3 isiqe. 10-19
Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 13 Nomthandazo