UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO Februwari 2019
Iincoko Onokuzisebenzisa
Iincoko onokuzisebenzisa ezithetha ngendlela iBhayibhile esinceda ngayo namhlanje.
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
Ungayeki Ukuqeqesha Isazela Sakho
Ukuze isazela sakho sisebenze kakuhle siqeqeshe ngemigaqo yeBhayibhile.
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Ngaba Uyazibona Iimpawu ZikaThixo Ezingenakubonwa?
Indalo isibonisa amandla, uthando, ubulumko ubulungisa nobubele bukaYehova.
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“UThixo Ubonakalisa Uthando Lwakhe Kuthi”
Singambulela njani uYehova ngesipho sentlawulelo??
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Ngaba Ulinde Ngentumekelelo’’?
Unokukulinda njani ngentumekelelo “ukutyhilwa koonyana bakaThixo”?
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
Umzekeliso Womthi Womnquma
Zimela ntoni izinto ezahlukeneyo ezikumthi womnquma?
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Ukuphucula Ubuchule Bethu Bokushumayela—Ukuphelisa ISifundo SeBhayibhile Esingahambeli Phambili
Sifanele sithini xa sinexesha elide sifundela umntu iBhayibhile kodwa akade ahambele phambili?