UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO Aprili 2016
Iintshayelelo Onokuzisebenzisa
Amacebiso okuhambisa uVukani! nencwadi ethi Okufundiswa YiBhayibhile. Sebenzisa imizekelo ukuze uzenzele eyakho intshumayelo.
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
Khuthaza Uze Womeleze Abanye Ngobubele
Kunokuba amthuthuzele, amaqabane amathathu kaYobhi ayongeza intlungu yakhe ngokuthetha rhabaxa aza amtyhola exoka. (Yob 16–20)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Indlela Entsha Yokuqalisa Incoko
Qalisa incoko yeBhayibhile usebenzisa inqaku elitsha elithi,“Ithini IBhayibhile?”
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
UYobhi Wazixhathisa Iingcinga Eziphosakeleyo
Khawenze umahluko phakathi kobunye bobuxoki bukaSathana nendlela avakalelwa ngayo uYehova ngathi. (Yobhi 21-27)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
UYobhi Wayengumzekelo Wokunyaniseka
UYobhi wayezimisele ukuthobela imithetho kaYehova yokuziphatha nokuxelisa ukulunga nokuba sesikweni kwakhe. (Yobhi 28–32)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
Umhlobo Wokwenene Udlulisela Isiluleko Esakhayo
Linganisa le ndlela inothando uElihu awaqhubana ngayo nomhlobo wakhe uYobhi. (Yobhi 33-37)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Iphulo Lokuhambisa Isimemo Sendibano
Izinto ofanele uzikhumbule xa uhambisa izimemo zendibano. Qhelisela intshayelelo onokuyisebenzisa.
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Izikhumbuzo Zendibano
Cinga ngeendlela onokubonisa ngazo uthando kwabanye xa ukwindibano.