Agasti 3-9
EKSODUS 13-14
Ingoma 148 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Qinani, Niza Kuyibona Indlela Aza Kunisindisa Ngayo UYehova”: (imiz. 10)
Eks 14:13, 14—UMoses wabonisa ukuba unokholo lokuba uYehova uza kuwasindisa amaSirayeli (w13 2/1 4)
Eks 14:21, 22—UYehova wawasindisa ngendlela emangalisayo (w18.09 26 ¶13)
Eks 14:26-28—UYehova watshabalalisa uFaro nomkhosi wakhe (w09 3/15 7¶2-3)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
Eks 13:17—UYehova wabonisa njani ukuba uyawacingela amaSirayeli xa wayewakhupha eYiputa? (it-1-E 1117)
Eks 14:2—Inoba uYehova wathi uMoses makalwahlule phi uLwandle Olubomvu ukuze amaSirayeli awele? (it-1-E 782 ¶2-3)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Eks 13:1-20 (th isifundo 5)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Zimisele Ukufunda Nokufundisa: (imiz. 10) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi, Amazwi Okugqibela Mawabangele Umdla, emva koko nithethe ngesifundo 20 sencwadi ethi Ukufundisa.
Intetho: (imiz. 5 nangaphantsi) w07 12/15 18-20 ¶13-16—Umxholo: Singafunda Ntoni Kwindlela Awasindiswa Ngayo AmaSirayeli KuLwandle Olubomvu? (th isifundo 13)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Hlala Uthembekile KuYehova Njengoko Isiphelo Sisondela”: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi, Izinto Eziza Kufuna Sibe Nesibindi—Isicatshulwa.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) ia isahl. 16 isiqe. 1-15
Amazwi Okuvala (imiz. 3 nangaphantsi)
Ingoma 79 Nomthandazo