Agasti 10-16
EKSODUS 15-16
Ingoma 149 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Mdumise Ngengoma UYehova”: (imiz. 10)
Eks 15:1, 2—UMoses namadoda akwaSirayeli bamdumisa uYehova ngengoma (w95 10/15 11 ¶11)
Eks 15:11, 18—UYehova ufanelwe kukudunyiswa (w95 10/15 11-12 ¶15-16)
Eks 15:20, 21—UMiriyam nabafazi bakwaSirayeli bamdumisa uYehova ngengoma (it-2-E 454 ¶1; 698)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
Eks 16:13—Inoba kwakutheni ukuze uYehova ondle amaSirayeli ngezagwityi entlango? (w11 9/1 14)
Eks 16:32-34—Yayigcinwe phi ingqayi yemana? (w06 1/15 31)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Eks 16:1-18 (th isifundo 10)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Ividiyo Yotyelelo Lokuqala: (imiz. 4) Ingxubusho. Yidlale, uze ubuze le mibuzo: ULinda uyisebenzise kakuhle njani imibuzo? Uyicacise njani indlela esingena ngayo isibhalo kule nto ayifundisayo?
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. Emva koko mnike enye yeencwadi zethu esifundisa ngazo. (th isifundo 3)
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 5 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. Emva koko thetha ngevidiyo ethi Yintoni Eyenziwayo Xa Kufundwa IBhayibhile? (ungayidlali) (th isifundo 9)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Dumisa UYehova Ngokuba Nguvulindlela”: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi, Oodade Abathathu BaseMongolia. Ncokola nomzalwana okanye udade osebandleni onguvulindlela okanye owayekhe wanguye. Buza le mibuzo ilandelayo: Zeziphi iingxaki oye wabanazo njengovulindlela? Zeziphi iintsikelelo oye wazifumana?
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) ia isahl. 16 isiqe 16-29, ibhokisi ekwiphe. 142 nempinda ekwiphe. 144
Amazwi Okuvala (imiz. 3 nangaphantsi)
Ingoma 137 Nomthandazo