Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Hlakulela Iimpawu Ezimkholisayo UThixo​—Isibindi

Hlakulela Iimpawu Ezimkholisayo UThixo​—Isibindi

ISIZATHU SOKUBA KUBALULEKILE:

INDLELA ONOKWENZA NGAYO:

  • Camngca ngokwenziwa nguYehova ukuze asindise abantu.​—Eks 14:13

  • Thandazela ukuba nesibindi.​—IZe 4:29, 31

  • Thembela ngoYehova.​—Nd 118:6

Ziziphi izinto ekufuneka ndiyeke ukuzoyika entsimini?

BUKELA IVIDIYO ETHI, ZIPHEPHE IZINTO EZINOKUKWENZA UGUNGQE​—UKOYIKA ABANTU, UZE UPHENDULE LE MIBUZO ILANDELAYO:

  • Kutheni kubalulekile ukuba nesibindi xa sishumayela?

  • Nguwuphi umahluko esiwufumanayo kwiMizekeliso 29:25?

  • Kutheni sifanele sihlakulele ukuba nesibindi ngoku?