Agasti 8- 14
INDUMISO 92-101
Ingoma 28 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Ukuchuma Ngokomoya Ebudaleni”: (imiz. 10)
Nd 92:12
—Amalungisa athwala isiqhamo somoya (w07 9/15 32; w06 7/15 13 ¶2) Nd 92:13, 14
—Abantu abadala banokuchuma ngokomoya nangona besaluphala (w14 1/15 26 ¶17; w04 5/15 12 ¶9-10) Nd 92:15
—Abantu abadala banokusebenzisa amava abo ukukhuthaza abanye abantu (w04 5/15 12-14 ¶13-18)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
Nd 99:6, 7
—Kutheni uMoses, uAron noSamuweli beyimizekelo emihle? (w15 7/15 8 ¶5) Nd 101:2
—Kuthetha ukuthini ‘ukuhamba ngengqibelelo yentliziyo’ ngaphakathi ezindlwini zethu? (w05 11/1 24 ¶14) Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Nd 95:1–96:13
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) g16.4 ngaphandle
—Beka isiseko sokubuyela. Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) g16.4 ngaphandle
—Beka isiseko sokubuyela. Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) bh 161-162 ¶18-19
—Nceda isifundo sibone indlela esinokuwusebenzisa ngayo umbandela.
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Bantu Abadala
—Ninendima Ebalulekileyo (Nd 92:12-15): (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi Bantu Abadala —Ninendima Ebalulekileyo. (Yiya ku-tv.jw.org, ujonge kwindawo ethi OOVIMBA BEEVIDIYO > IBHAYIBHILE.) Emva koko cela abaphulaphuli bagqabaze ngezinto abazifundileyo. Khuthaza abantu abadala babalisele abaselula ngobulumko namava abawafumeneyo. Khuthaza abaselula bacele amacebiso kubantu abadala xa besenza izigqibo ezibalulekileyo ebomini. ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) ia isahl. 21 ¶13-22, nempinda
Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Eentlanganiso Zeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 29 Nomthandazo