Juni 14-20
DUTERONOMI 5-6
Ingoma 134 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Fundisa Abantwana Bakho Ukuba Bamthande UYehova”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
Dut 5:21—Umthetho owawusithi umntu makanganqweneli into engeyoyakhe usifundisa ntoni? (w19.02 22 ¶11)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) Dut 5:1-21 (th isifundo 5)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. Cela ukumqhubela isifundo seBhayibhile uze uthethe ngevidiyo ethi Yintoni Eyenziwayo Xa Kufundwa IBhayibhile? (kodwa ungayidlali) (th isifundo 9)
Xa Ubuyela: (imiz. 4) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. Thetha ngento anomdla kuyo umninimzi uze ufunde nesibhalo esingenayo kuloo ncoko yenu. (th isifundo 12)
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 5) fg isifundo 9 ¶6-7 (th isifundo 8)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Bonisa Uthando Entsatsheni Yakho”: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi Yithande Intsapho Yakho.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) rr isahl. 9 ¶27-32, nebhokisi 9C no-9D
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 111 Nomthandazo