EArmenia
AmaNgqina KaYehova Okuqala Ukugqiba Imisebenzi Karhulumente Engenanto Yokwenza Nomkhosi EArmenia
AmaNgqina aseArmenia anceda ilizwe lawo ngendlela ewashiya enezazela ezicocekileyo neluncedo nakwabanye abantu.
Ukwenziwa Kweenkonzo Ezingenakuthanani Nomkhosi Kuyaphumelela EArmenia
AmaNgqina kaYehova akule nkqubo, abantu abasebenza nawo nabaphathi bathetha ngokuhamba kakuhle kweli phulo.
IArmenia Ikhulula Abantu Ababanjelwe Ukungafuni Ukuya Emkhosini
Kwenzeke njani ukuba eli tyala likhulu liphumele ekukhululweni kwabantu abangafuniyo ukuya emkhosini ngenxa yesazela?
IArmenia Ikhulula Onke Amabanjwa AngamaNgqina KaYehova
Okwesihlandlo sokuqala eArmenia, ukususela ngo-1993 akukho noba libe linye iNgqina elibanjelwe ukungayi emkhosini ngenxa yeenkolelo zalo.
IArmenia Ivula Ithuba Lomsebenzi Wabantu Abangafuniyo Ukuya Emkhosini
Kubonakala ngathi urhulumente waseArmenia ude wavuma ukuba abantu banelungelo lokwala ukuya emkhosini ngenxa yokungavunyelwa zizazela zabo. Aliqela amaNgqina kaYehova aye avunyelwa ukuba enze le misebenzi.
IArmenia Iyalelwe Ukuba Ihlawule Umonakalo Ewenzileyo KumaNgqina KaYehova Ayi-17
NgoNovemba 27, 2012, iNkundla yaseYurophu Elwela Amalungelo Abantu yagweba urhulumente waseArmenia ukuba ahlawule imali eziiyuro eziyi-112 000 ($145,226) ngenxa yomonakalo awenze kubantu abayi-17 abaye bala ukwenza umsebenzi wasemkhosini ngenxa yezazela zabo.