IMBONISELO Agasti 2014 | Ngaba UThixo Unomdla Kuwe?
Ukuba uThixo uyakhathala, ukubonisa njani oko?
INQAKU ELINGUMXHOLO
UThixo Uyayiqonda Indlela Oyiyo
Xa uThixo ehlola intliziyo yakho ukhangela izinto omhle kuzo ngaphezu kweempazamo onazo.
INQAKU ELINGUMXHOLO
UThixo Unokukuthuthuzela
Kuthekani xa usiva ngathi iingxaki zakho zincinci kunezo abanye abantu abanazo?
INQAKU ELINGUMXHOLO
UThixo Uyazisondeza Kuwe
Kuthekani ukuba uyakholelwa kuThixo kodwa uzive ungasondelanga kuye?
IBHAYIBHILE IYABUTSHINTSHA UBOMI BABANTU
Ndandibulwa Ngokwam Ubungendawo Nogonyamelo
UAntoine Touma wayeyincutshe yeKung fu, kodwa watshintshwa ngamazwi akweyoku-1 kuTimoti 4:8.
XELISA UKHOLO LWABO
“Ncedani, Niliphulaphule Eli Phupha”
Iingxaki ezazikho kwintsapho yakuloYosefu zinesifundo esibalulekileyo kwiintsapho zemitshato yesibini namhlanje.
IMIBUZO YABAFUNDI
Ngubani Odale UThixo?
Ngaba ukukholelwa ukuba uThixo ebesoloko ekho akucingeki ngokupheleleyo?
Iimpendulo Zemibuzo YeBhayibhile
Ngaba ikho into yokuba ezinye iinkonzo zingaphumi kuThixo?
Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi
Ngaba UThixo Ngusomandla Nje Ongenazimvakalelo?
IBhayibhile ithi uThixo wadala izinto zonke, kodwa ngaba usikhathelele?